Imibuzo Abantu Abaqhele Ukuyibuza NgamaNgqina KaYehova

Ndingalilo Njani INgqina LikaYehova?

UMateyu 28:19, 20 uthetha ngamanyathelo amathathu.

Ndingalilo Njani INgqina LikaYehova?

UMateyu 28:19, 20 uthetha ngamanyathelo amathathu.

Yintoni IQumrhu Elilawulayo LamaNgqina KaYehova?

IQumrhu Elilawulayo lizenza njani izigqibo?

Yintoni Ayikholelwayo AmaNgqina KaYehova?

Fumana ushwankathelo lweenkolelo zethu ezisisiseko eziyi-15.

Ngaba AmaNgqina KaYehova Ayakholelwa KuYesu?

Fumana inkcazelo ngesizathu sokuba ukukholelwa kuYesu kubalulekile kumaKristu okwenyaniso.

Ngaba AmaNgqina KaYehova Akholelwa Ukuba Icawa Yawo Yeyona Ichanileyo?

Ngaba uYesu wathi zininzi iindlela ezikhokelela elusindisweni?

Ngaba AmaNgqina KaYehova Acinga Ukuba Ngawo Odwa Aza Kusindiswa?

IBhayibhile iyabachaza abo banethemba lokusindiswa.

Ngaba AmaNgqina KaYehova Ayazihlonela Ezinye Iicawa?

Khawufunde indlela intlonelo ewabonisa ngayo amaKristu okwenyaniso.

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engakwamkeli Ukutofelwa Igazi?

Buninzi ubuxoki obuthethwayo ngamaNgqina kaYehova nokungakwamkeli kwawo ukutofelwa igazi. Funda inyaniso ngento esiyikholelwayo.

Ngaba AmaNgqina KaYehova Athi IVaccine Ayifanelekanga?

Imigaqo emibini yeBhayibhile esinceda xa sikhetha indlela yonyango.

Ngaba Nikholelwa Ukuba Umhlaba Unamawaka Ambalwa Eminyaka Ukho?

Ngaba ubusazi ukuba ezinye iinkolelo zabantu abakholelwa ekudalweni komhlaba ziyangqubana nezeBhayibhile?

Athini AmaNgqina KaYehova Ngesayensi?

Izinto azikholelwayo ziyavumelana nesayensi?

Ngaba AmaNgqina KaYehova Ayakholelwa KwiTestamente Endala?

Ngaba inxalenye ezithile zeBhayibhile ziphelelwe lixesha? Funda ngendlela amaKristu anokuzuza ngayo kwimbali echanileyo namacebiso aluncedo eZibhalo zesiHebhere.

Kutheni AmaNgqina KaYehova Ezitshintshile Ezinye Zeenkolelo Zawo?

Ayimele isothuse into yokuba kubekho utshintsho. Kwizihlandlo eziliqela ngamaxesha okubhalwa kweBhayibhile, abakhonzi bakaThixo kwafuneka batshintshe indlela abaqonda ngayo.

Kutheni Ningawusebenzisi Umnqamlezo?

Nangona singamaKristu, asiwusebenzisi umnqamlezo. Ngoba?

Ngaba AmaNgqina KaYehova Akhonza Kunye Nabantu Bezinye Iinkonzo?

Ziziphi iivesi eziseBhayibhileni eziwanceda aphendule imibuzo

Kutheni Nisebenzisa Igama Elithi AmaNgqina KaYehova?

Fumana inkcazelo ngemvelaphi yegama esilisebenzisayo.

Mangaphi AmaNgqina KaYehova Xa Ewonke Emhlabeni?

Jonga indlela adityaniswa ngayo amanani amaNgqina.

Ngubani Owaqalisa Intlangano YamaNgqina KaYehova?

Funda isizathu sokuba sisithi olu nqulo aluzange luqalwe nguCharles Taze Russell.

Uxhaswa Njani Ngemali Umsebenzi WamaNgqina KaYehova?

Asenzi ngeendlela ekwenziwa ngazo ezicaweni xa kunikelwa.

Ngaba AmaNgqina KaYehova Ayazikhupha Izishumi?

Ngaba amaNgqina kaYehova amele anikele ngemali eqingqiweyo?

Ngaba AmaNgqina KaYehova Anabefundisi Abahlawulwayo?

Ngaba kukho abefundisi? Ngoobani abalungiseleli abamiselweyo?

Ngaba AmaNgqina KaYehova Anawo Amabhinqa Angabashumayeli?

Yiyiphi indima edlalwa ngamabhinqa kumsebenzi wokushumayela wamaNgqina kaYehova owenziwa ehlabathini lonke?

Alungelelaniswe Njani Amabandla AmaNgqina KaYehova?

Funda ngendlela esalathiswa nesiyalelwa ngayo ebandleni.

Yintoni IQumrhu Elilawulayo LamaNgqina KaYehova?

IQumrhu Elilawulayo lizenza njani izigqibo?

Yintoni IWatch Tower Bible and Tract Society?

Inayiphi inxalenye kumsebenzi wamaNgqina KaYehova?

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engaphenduli Kuzo Zonke Izityholo Abekwa Zona?

Xa etyholwa okanye ebuzwa imibuzo, amaNgqina KaYehova athobela imiyalelo eseBhayibhileni, ukuze abone ukuba ‘lixesha lokuthi cwaka’ okanye ‘lelokuthetha’ na​—INtshumayeli 3:7.

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engena Kumakhaya Ngamakhaya?

Funda ukuba uYesu wathi mabenze ntoni abalandeli bakhe bokuqala.

Ngaba AmaNgqina KaYehova Azama Ukusindiswa Ngokungena Kwindlu Ngendlu?

Funda ukuba yintoni esiyikholelwayo ngosindiso nendlela olufunyanwa ngayo.

Kutheni AmaNgqina KaYehova Esiya Kubantu Abaneecawa Zabo?

Yintoni esenza siqhubeke sisiya ebantwini abaneecawa zabo?

Ngaba AmaNgqina KaYehova Anyanzelisa Abantu Ukuba Batshintshe Iinkonzo Zabo?

Ngaba amaNgqina kaYehova aguqula abantu ngokushumayela? Ngaba azama ukunyanzelisa abantu ukuba batshintshe iinkonzo zabo?

Kuthetha Ukuthini Ukufundelwa IBhayibhile NgamaNgqina KaYehova?

Xa ufundelwa liNgqina likaYehova ungasebenzisa neyiphi na inguqulelo yeBhayibhile. Ungayimema yonke intsapho yakho kunye nabahlobo.

Ngaba AmaNgqina kaYehova Ayawenza Umsebenzi Wobuvangeli?

Ngoobani abenza umsebenzi wobuvangeli, ibe ngoba? Ngaba bayalufumana uqeqesho lokuwenza?

Ngaba AmaNgqina KaYehova Anawo Amabhinqa Angabashumayeli?

Yiyiphi indima edlalwa ngamabhinqa kumsebenzi wokushumayela wamaNgqina kaYehova owenziwa ehlabathini lonke?

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engathi Yicawa Nje Indawo Akhonzela Kuyo?

Funda ukuba livela phi ibinzana elithi “iHolo YoBukumkani yamaNgqina kaYehova” nesizathu sokuba silisebenzisa.

Kutheni Ningawusebenzisi Umnqamlezo?

Nangona singamaKristu, asiwusebenzisi umnqamlezo. Ngoba?

Kutheni AmaNgqina KaYehova Esenza ISidlo SeNkosi Sangokuhlwa Ngokwahlukileyo Kwezinye Iinkonzo?

Esi siganeko sikwabizwa ngokuba siSidlo Sokugqibela okanye iSikhumbuzo, sisihlandlo esingcwele kumaNgqina kaYehova. Makhe sihlole ukuba ithini iBhayibhile ngesi sihlandlo.

Ngaba AmaNgqina KaYehova Akhonza Kunye Nabantu Bezinye Iinkonzo?

Ziziphi iivesi eziseBhayibhileni eziwanceda aphendule imibuzo

Ngaba AmaNgqina KaYehova AneBhayibhile Yawo?

Ukusebenzisa iinguqulelo ezahlukahlukeneyo kungayiphucula indlela oyifunda ngayo iBhayibhile. Kukho iingongoma ezintathu ezenza iNguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele kube luncedo ukuyisebenzisa xa ufunda.

Ngaba INguqulelo Yehlabathi Elitsha Ichanile?

Kutheni iNguqulelo Yehlabathi Elitsha yahluke kangaka kwezinye iiBhayibhile?

Ngaba AmaNgqina KaYehova Ayakholelwa KwiTestamente Endala?

Ngaba inxalenye ezithile zeBhayibhile ziphelelwe lixesha? Funda ngendlela amaKristu anokuzuza ngayo kwimbali echanileyo namacebiso aluncedo eZibhalo zesiHebhere.

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engabandakanyeki Kwiipolitiki?

Ngaba ukungabandakanyeki kwethu kwezopolitiko kuyingozi kurhulumente?

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engazibhiyozeli Izinto Zelizwe?

Ngaba awathathi cala kwizinto zasekuhlaleni okanye kwezopolitiko?

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engayi Emfazweni?

Ehlabathini lonke amaNgqina kaYehova aziwa ngokungafuni ukungenelela iimfazwe. Khawufunde ukuba kutheni sisaziwa ngolu hlobo.

Ngaba AmaNgqina KaYehova Ayanceda Xa Kukho Intlekele?

Funda indlela onokuwanceda ngayo amanye amaNgina nabo bangengawo.

Ngaba AmaNgqina KaYehova Ayalwamkela Unyango?

Abanye abantu bacinga ukuba amaNgqina kaYehova awamkeli naluphi na unyango. Ngaba kuyinyaniso oko?

Ngaba AmaNgqina KaYehova Athi IVaccine Ayifanelekanga?

Imigaqo emibini yeBhayibhile esinceda xa sikhetha indlela yonyango.

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engakwamkeli Ukutofelwa Igazi?

Buninzi ubuxoki obuthethwayo ngamaNgqina kaYehova nokungakwamkeli kwawo ukutofelwa igazi. Funda inyaniso ngento esiyikholelwayo.

Ngaba AmaNgqina KaYehova Achith’ Imizi Okanye Ayayakha?

Maxa wambi amaNgqina kaYehova atyholwa ngokuchith’ imizi. Kodwa ngaba ngokwenene amaNgqina abangel’ ingxaki?

Ngaba AmaNgqina KaYehova Anayo Imiyalelo Ngokuthandana?

Ngaba ukuthandana kukuzonwabisa nje okanye yinto engaphaya?

AmaNgqina KaYehova Akujonga Njani Ukuqhawula Umtshato?

Ngaba amaNgqina KaYehova ayazinceda izibini ezineengxaki emtshatweni? Ngaba abadala bebandla bangathi iNgqina elithile maliwuqhawule umtshato?

Ngaba AmaNgqina KaYehova Ayakwalelwa Ukubukela Iimovie, Ukufunda Iincwadi Okanye Ukumamela Umculo Othile?

Yiyiphi imigaqo amaKristu afanele ayihlole xa ekhetha uhlobo oluthile lokuzonwabisa?

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engazenzi Ezinye Iiholide?

Khawujonge le mibuzo mithathu ngamaNgqina kaYehova neeholide.

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engayibhiyozeli IKrismesi?

Abantu abaninzi bayayibhiyozela ikrismesi nakuba beyazi imvelaphi yayo. Funda isizathu sokuba amaNgqina kaYehova engayibhiyozeli.

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engayibhiyozeli IPasika?

Abaninzi bathi iPasika ngumbhiyozo wamaKristu. Kutheni amaNgqina kaYehova engayibhiyozeli nje?

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engawubhiyozeli Umhla Wokuzalwa?

Makhe sithethe ngezizathu ezine ezibangela ukuba uThixo angakholiswa kukubhiyozelwa kwemihla yokuzalwa.

Kutheni AmaNgqina KaYehova Esenza ISidlo SeNkosi Sangokuhlwa Ngokwahlukileyo Kwezinye Iinkonzo?

Esi siganeko sikwabizwa ngokuba siSidlo Sokugqibela okanye iSikhumbuzo, sisihlandlo esingcwele kumaNgqina kaYehova. Makhe sihlole ukuba ithini iBhayibhile ngesi sihlandlo.

AmaNgqina KaYehova Awujonga Njani Umngcwabo?

Izigqibo ezenziwa ngamaNgqina ngomngcwabo zilawulwa yintlonelo enzulu anayo ngokufelwa. Izigqibo zawo zikhokelwa yeyiphi imigaqo?

Ngaba AmaNgqina KaYehova NgamaKristu?

Khawubone indlela esahluke ngayo kwezinye iicawa ezizibiza ngokuba ngamaKristu.

Ngaba AmaNgqina KaYehova AngamaProtestanti?

Izibakala ezimbini ezahlula amaNgqina kaYehova kwezinye iinkonzo ezibizwa ngokuba zezamaKristu.

Ngaba AmaNgqina KaYehova Alihlelo LaseMerika?

Khawuhlole izibakala ezine ngale ntlangano isehlabathini lonke.

Ngaba AmaNgqina KaYehova Akhuthaza AmaYuda Ukuba Abuyele Elizweni Lawo?

Sikholelwa eZibhalweni, ezingenahlanga lubhetele kunolunye.

Ngaba AmaNgqina KaYehova Alihlelo?

Thelekisa iimbono ezimbini eziqhelekileyo ngehlelo nezibakala ngamaNgqina kaYehova.

Mangaphi AmaNgqina KaYehova Xa Ewonke Emhlabeni?

Jonga indlela adityaniswa ngayo amanani amaNgqina.

Ndingalilo Njani INgqina LikaYehova?

UMateyu 28:19, 20 uthetha ngamanyathelo amathathu.

Ngaba Ndifanele Ndibe LiNgqina LikaYehova Xa Ndifunda IBhayibhile Kunye Nawo?

AmaNgqina KaYehova afunda iBhayibhile nezigidi zabantu ehlabathini lonke simahla. Kodwa ngaba ufanele ube liNgqina LikaYehova xa ufunda iBhayibhile kunye nathi?

Ngaba Umntu Uyakwazi Ukuyeka Ukuba LiNgqina LikaYehova?

Zimbini iindlela okunokwenzeka ngazo oku.

Ngaba AmaNgqina KaYehova Ayabagxotha Abantu Ababekade Bekhonza Nawo?

Maxa wambi kuye kufuneke umntu asuswe ebandleni ibe loo nto inokumnceda abuyele.