Inkcazelo ngamaNgqina kaYehova

Amava AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa
Amava AmaNgqina KaYehova
https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1011656/univ/art/1011656_univ_sqr_xl.jpg

Amava amaNgqina KaYehova

AmaNgqina KaYehova avumela iLizwi likaThixo iBhayibhile ukuba lilawule iingcinga zawo, izinto azithethayo nezinto azenzayo. Funda ngendlela aye ancedakala ngayo kunye nabo basondeleyo kuwo.

AMAVA

IBhayibhile Yabatshintsha

ULanh wayeka njani ukufuna imali kodwa wafumana ulonwabo? UThắng wabutshintsha njani ubomi bakhe njengotsotsi waza waphila ubomi obunenjongo?

AMAVA

IBhayibhile Yabatshintsha

ULanh wayeka njani ukufuna imali kodwa wafumana ulonwabo? UThắng wabutshintsha njani ubomi bakhe njengotsotsi waza waphila ubomi obunenjongo?

IBhayibhile Iyabutshintsha Ubomi Babantu