I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IJW Library

IJW Library iveliswe ngokusemthethweni ngamaNgqina kaYehova. Ineenguqulelo ezininzi zeBhayibhile, iincwadi neencwadana zokufunda iBhayibhile.

 

Izinto Onokuzifumana EBhayibhileni

  • Khetha phakathi kweenguqulelo ezintandathu zeBhayibhile.

  • Thelekisa zonke iinguqulelo zeBhayibhile ngokucofa inani levesi.

  • Funda nenye inkcazelo ehambelana naloo vesi ngokucofa inkwenkwezi yombhalo osemazantsi okanye unobumba ochaza iimbekiselo.

 

Ukukhangela

  • Hambis’ umnwe wakho uye ngasekhohlo okanye ngasekunene ukuze ubone incwadi oyifundayo ngelo xesha.

  • Ungabeka uphawu nakweyiphi na ivesi okanye isahluko ukuze wazi ukuba ubuphelele phi.

  • Ungazifumana lula izinto osandul’ ukuzenza ngokucofa nje iqhosha.

  • Unokukhangela amagama okanye amabinzana kuloo ncwadi uyifunayo.

 

Izinto Oza Kukwazi Ukuzenza Kungekudala

  • Uza kukwazi ukukrwelela kuloo nto uyifundayo

  • Uza kuba neNguqulela Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele–Uhlelo Lokufundisa

  • Uza kukwazi ukubhala amanqaku kuloo nto uyifundayo