IsiXhosa
Iimagazini Zethu
https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1011209/univ/wpub/1011209_univ_sqr_xl.jpg

IMboniselo noVukani!

Iimagazini zethu ezisekelwe eBhayibhileni ziyafumaneka kwi-intanethi ngeelwimi ezingaphezu kwe-150. IMboniselo ibonisa intsingiselo yeziganeko ezenzeka ehlabathini nendlela ezizaliseka ngayo iziprofeto zeBhayibhile. Ithuthuzela abantu ngeendaba ezilungileyo ezingoBukumkani bukaThixo ize isincede sibe nokholo kuYesu Kristu. UVukani! usinceda sibone indlela yokumelana neengxaki zanamhlanje aze asincede sithembele kwizithembiso zoMdali zokuzisa umhlaba ekukho kuwo uxolo nonqabiseko.

Khetha ulwimi olufunayo kule bhokisi ingezantsi, emva koko ucofe uKhangela ukuze ubone iimagazini ezikhoyo ngolo lwimi.

 

IMBONISELO—EFUNDWAYO

Septemba 2026

Liza kufundwa kwiveki kaNovemba 2–Disemba 6, 2026.

UVUKANI!

Yintoni Onokuyenza Xa Uziva Uwedwa?

Funda ukuba kutheni kuxhaphakile ukuba abantu bazive bebodwa. Khangela iindlela ezisebenzayo zokulwisana nale ngxaki uze ufumane neendlela zokuziva usondelelene nabanye abantu.

BUKA

UVUKANI!

UVUKANI!

UVUKANI!

UVUKANI!

UVUKANI!

IMBONISELO

IMBONISELO

IMBONISELO

IMBONISELO

IMBONISELO

IMBONISELO—EFUNDWAYO

IMBONISELO—EFUNDWAYO

IMBONISELO—EFUNDWAYO

IMBONISELO—EFUNDWAYO

IMBONISELO—EFUNDWAYO

IMBONISELO—EFUNDWAYO

IMBONISELO—EFUNDWAYO

IMBONISELO—EFUNDWAYO

IMBONISELO—EFUNDWAYO