UVUKANI! No. 1 2023 | Umhlaba Usengxakini! Ngaba Uza Kusinda?—Izizathu Zokuba Nethemba
Kulula ukubona ukuba zininzi izinto ezonakalisa umhlaba wethu. Amanzi aselwayo, iilwandle, amahlathi kunye nomoya ziye zangcoliswa kakhulu. Ngaba ukungcoliswa komhlaba kuya kuze kuphele? Funda ukuba kutheni unokuba nezizathu zokuba nethemba.
NGABA UMHLABA UNOKUKWAZI UKUSINDA?
Iilwandle
Ngaba umonakalo owenziwe kwiilwandle ungakwazi ukulungiswa?
NGABA UMHLABA UNOKUKWAZI UKUSINDA?
Amahlathi
Kutshanje, yintoni abaphandi ngezityalo abaye bayibona kwindlela azikhulela ngayo amahlathi ebegawuliwe?
NGABA UMHLABA UNOKUKWAZI UKUSINDA?
Umoya
Ukungcoliswa komoya kunokuzibulala izinto eziphilayo emhlabeni. Yeyiphi imijikelo yendalo ekhoyo eyenziwe nguThixo ukuze icoce umoya?
Isithembiso SikaThixo Sokuba Ukungcoliswa Komhlaba Kuza Kuphela
Yintoni esenza siqiniseke ukuba umhlaba uza kusinda uze uqhubeke ukhona?
Kulo Vukani!
Funda lamanqaku achaza ukuba kwenzeka ntoni kumhlaba wethu nokuba kutheni kukho izizathu zokuba nethemba.

