Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Imisebenzi YamaNgqina KaYehova

UKUNCEDA ABANTU

AmaNgqina KaYehova Awongwa Ngenxa Yokunceda Amabanjwa

Yiyiphi into ekhethekileyo eyenziwa ngamaNgqina kaYehova asithoba ukuze ancede amabanjwa entolongo enkulu yeembacu yaseOstreliya?

Ukukhusela Izilwanyana EChelmsford

AmaNgqina KaYehova eBritani aye aqalisa ukwakha iofisi yesebe entsha kufutshane neChelmsford. Enza ntoni ukuze akhusele izilwanyana?

Ukukhuthaza Ukuthanda Nokuhlonipha Inyaniso

Nabani na ofunda incwadi zamaNgqina KaYehova okanye obukela iividiyo zethu, unokuqiniseka ukuba inkcazelo iye yaphandwa ibe ichanile.

Ukushumayela Esidlangalaleni

Kuxelelwa Abantu Ngethemba EliseBhayibhileni EParis

AmaNgqina KaYehova ebekwiphulo elikhethekileyo eParis lokuxelela abantu ngethemba eliseBhayibhileni lokuphila kumhlaba ococekileyo.

Umsebenzi Wethu Wokupapasha

Iividiyo Ngeelwimi Ezingamakhulu

Ividiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? ifumaneka ngeelwimi ezingaphezu kweziyi-400, ibe ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? ngeelwimi ezingaphezu kweziyi-550. Zibukele ngolwimi lwakho.

Iziganeko Ezikhethekileyo

Indibano YesiTagalog ERoma—“Ibikukumanyaniswa Kwentsapho Enkulu!”

Kumawaka amaNgqina kaYehova athetha isiTagalog aseYurophu, le ibiyindibano yokuqala yeentsuku ezintathu ngolwimi lwawo.

Ulwakhiwo

Iifoto Zesixhenxe ZaseWarwick (Ukususela NgoSeptemba 2016 Ukuya Kutsho NgoFebruwari 2017)

Zonke izakhiwo zaseWarwick ziyasebenza. Kwiiofisi/Kwizakhiwo Zokusebenzela, bekusebenza abantu abangaphezu kwe-250 kwiindawo ezintathu zemiboniso ukususela ekuqaleni de zagqitywa.

Ukunceda Abantu

Abantu Abaze Nethemba Kugqatso Lweebhayisekile EFransi

AmaNgqina KaYehova abeka iitroli kwiindawo ezahlukahlukeneyo ukuze athuthuzele aze anike abantu ithemba.

Ubomi BaseBheteli

Siyakumema Uze Kutyelela Izakhiwo ZeBheteli EMerika

Ukhenketho luquka Ikomkhulu Lehlabathi lamaNgqina kaYehova neOfisi Yesebe yaseMerika.

Ukuphila Ngemigaqo YeBhayibhile

Ndawubeka Phantsi Umpu Wam

Bukela indlela isigidimi seBhayibhile esithuthuzelayo esamnceda ngayo uCindy watshintsha ubuntu bakhe obabundlongondlongo.