Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Uncedo

Ukusebenzisa IJW.ORG

Funda indlela yokusebenzisa izinto ezikwijw.org. Sebenzisa indlela yokufumana izinto namacebiso ukuze uye kwindawo oyifunayo, ukhangele uze udawunlowude izinto. Fumana iimpendulo kwimibuzo ephathelele ijw.org.

I-JW Broadcasting

Fumana uncedo ngendlela yokusebenzisa i-tv.jw.org yamaNgqina kaYehova. Funda okungakumbi ngokuyibukela usebenzisa oovimba beevidiyo, nezinye ezibangela umdla.

IJW Library

Funda iBhayibhile usebenzisa iNguqulelo Yehlabathi Elitsha. Thelekisa inkcazelo neenguqulelo eziliqela zeBhayibhile.

IJW Library Sign Language

Dawunlowuda, ugcine uze udlale iBhayibhile nezinye iincwadi eziziividiyo ngentetho yezandla kwiapp yefowuni.

IJW Language

Le app yokufunda iilwimi inezinto ezisetyenziswa entsimini ngeelwimi eziliqela. Inamakhadi okuzikhumbuza, amazwi arekhodiweyo, indlela olubhalwa ngayo ulwimi olufundayo, nezinye izinto.