Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IJW LIBRARY

Ukunceda Iikhompyutha Neefowuni Ezisebenzisa IWindows

Ukunceda Iikhompyutha Neefowuni Ezisebenzisa IWindows

IJW Library iveliswe ngokusemthethweni ngamaNgqina kaYehova. Ineenguqulelo ezininzi zeBhayibhile, iincwadi neencwadana zokufunda iBhayibhile.

 

 

Izinto Ezintsha KuVersion 8.0

PHAWULA: Le version ifuna ukuba ube neWindows 10 okanye elandela emva kwayo.

  • Iphepha lokuqala libonisa iindawo othanda ukuya kuzo rhoqo

  • Indawo ethi, media yenzelwe ukukhangela iividiyo nezinto ezirekhodiweyo

  • Icandelo elithi, favorites lelokufaka uncwadi, iividiyo okanye izinto ezirekhodiweyo ozithandayo

  • Izinto ezirekhodiweyo zeBhayibhile nolunye uncwadi

 

KWELI CANDELO

Imibuzo Abantu Abaqhele Ukuyibuza​—IJW Library (KwiWindows)

Khangela iimpendulo zemibuzo edla ngokubuzwa.