Yiya kwinkcazelo

Umtshato Nentsapho

IBhayibhile—incwadi yabantu bonke—inamacebiso anokukunceda wonwabe emtshatweni uze ubakhulise kakuhle abantwana bakho. a

a Amagama abanye abantu ekuthethwa ngabo kweli candelo atshintshiwe.

IMBONISELO

Ukuyisebenzisa Kakuhle Imali

Iingxabano ezininzi zeentshapho zibangelwa yimali. Funda ngendlela iBhayibhile enokukunceda ngayo kwiingxaki zemali.

IMBONISELO

Ukuyisebenzisa Kakuhle Imali

Iingxabano ezininzi zeentshapho zibangelwa yimali. Funda ngendlela iBhayibhile enokukunceda ngayo kwiingxaki zemali.

Umtshato

Ukukhulisa Abantwana

Uncwadi Lwethu

Ninako Ukonwaba Entsatsheni

Ninako ukonwaba emtshatweni nasentsatsheni ngokusebenzisa imigaqo yeBhayibhile.