Funda Into Entsha
ITSHATHI
Izinto Ezithathwe Kwigazi
Le tshati ithetha ngezinto ezithathwe kwigazi ibe inokukunceda wenze izigqibo ezilungileyo ngendlela yokusebenzisa igazi xa unyangwa.
IMIBUZO EVELA KUBAFUNDI
AmaNgqina KaYehova Abonisa Njani Ukuba Ayabuhlonipha Ubomi?
Jonga indlela amaNgqina kaYehova abuhlonipha ngayo ubomi.
IMIXHOLO ENGAKUMBI
Kutheni Simele Sibe Nobubele? Oko IBhayibhile Ikuthethayo Ngokubaluleka Kokubonisa Ububele
Funda ngendlela ekubaluleke ngayo ukuba nobubele, kutheni kubalulekile, ibe singabubonisa njani.
AMABALI OBOMI
UThomas Lougheed: UYehova Usoloko Esinceda Ngexesha Elifanelekileyo
UThomas uye wenza imisebenzi eyahlukeneyo, njengokukhonza kwiKomiti yeSebe. Nangona eye waba neengxaki ezininzi uye wafunda ukuba uYehova usoloko emnceda ngexesha elifanelekileyo.
IMBONISELO—EFUNDWAYO
Ngaba Usakhumbula?—Disemba 2026
Ngaba ukuvuyele ukufunda amanqaku eeMboniselo zalo nyaka? Khawujonge izinto osazikhumbulayo.
IMBONISELO—EFUNDWAYO
Kubalulekile Ukuba Nexesha Lokukhe Ube Wedwa
Funda ukuba uYesu wayesenza njani ukuze aqiniseke ukuba uba nalo ixesha lokukhe abe yedwa nokuba kutheni kufuneka senze into efanayo.
IMBONISELO—EFUNDWAYO
Amacebiso Amathathu Anokukunceda Uthethe Yonke Into Xa Uthandaza
Ungenza njani ukuze ube nexesha elaneleyo lokuthandaza, uchazele uYehova yonke into oyicingayo nendlela oziva ngayo?
IMBONISELO—EFUNDWAYO
Amazwi AseBhayibhileni—“Zamani . . . Ukuba Seluxolweni Nabantu Bonke”
AmaKristu okwenyani azama ukuhlala eseluxolweni nabantu bonke, kodwa akusoloko kulula. Ngoba?
IMIBUZO ABANTU ABAQHELE UKUYIBUZA
Ngaba AmaNgqina KaYehova Ayabhatalwa Ngemisebenzi Ayenzayo?
Asibhatalwa ngemisebenzi yabuKristu esiyenzayo. Funda ngemisebenzi yethu eyahlukahlukeneyo nendlela exhaswa ngayo.
IMIBUZO ABANTU ABAQHELE UKUYIBUZA
AmaNgqina KaYehova Ayisebenzisa Njani Iminikelo?
Ngaba amaNgqina ayisebenzisela ukuba zizityebi?
NGABA YADALWA?
Indlela Igazi Lesele Elikhanyayo Elingabinawo Amahlwili—Ngaba Yadalwa?
Eli sele lincinci liye lithathe iiseli ezibomvu ezisegazini lalo lizifake kwisibindi salo, ibe loo nto ingabangela ukuba igazi libe namahlwili ayingozi. Liye lincedwe yintoni?

