Yiya kwinkcazelo

Izinto Ezifundiswa YiBhayibhile

IBhayibhile iphendula eyona mibuzo inzima. Ibisoloko ibanceda abantu kangangeminyaka. Kweli candelo, uza kubona isizathu sokuyithemba iBhayibhile, izinto onokuzifunda kuyo nendlela enceda ngayo ngoku.—2 Timoti 3:16, 17.

 

Okubonisiweyo

IMIBUZO YEBHAYIBHILE IYAPHENDULWA

Yintoni IPasika?

Yintoni eyayikhumbunjulwa? Kwakutheni ukuze uYesu ayibhiyozele kodwa wona amaKristu anamhlanje engayibhiyozeli?

IMIBUZO YEBHAYIBHILE IYAPHENDULWA

Yintoni IPasika?

Yintoni eyayikhumbunjulwa? Kwakutheni ukuze uYesu ayibhiyozele kodwa wona amaKristu anamhlanje engayibhiyozeli?

Funda IBhayibhile NamaNgqina KaYehova

Cela Ukufundelwa IBhayibhile

Fumana izifundo zeBhayibhile simahla ngexesha nakwindawo ekulungeleyo.

Izixhobo Zokufunda IBhayibhile

Khetha izixhobo zokufunda iBhayibhile kunye nezinto ezenza kube mnandi ukuyifunda.

Inokukunceda Njani IBhayibhile?

Uxolo Nolonwabo

IBhayibhile incede abantu abaninzi banyamezela iingxaki, bangabi buhlungu kakhulu iphinde yabanceda baphila ubomi obunenjongo.

Ukukholwa kuThixo

Ukholo lungakunika amandla ngoku ibe lungakunceda uqiniseke ngezinto eziza kwenzeka kwixesha elizayo.

Umtshato Nentsapho

Iintsapho nabantu abatshatileyo baneengxaki ezininzi. IBhayibhile inokunceda iintsapho zithandane ngakumbi.

Kuncedwa Abasebatsha

Khawujonge ukuba iBhayibhile inokubanceda njani abasebatsha kwiingxaki abadla ngokuba nazo.

Imidlalo Yabantwana

Sebenzisa le midlalo ukuze ufundise abantwana bakho basondele kuYehova.

Ithini IBhayibhile?

Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa

Fumana iimpendulo zemibuzo yeBhayibhile engoThixo, ngoYesu, ngentsapho, ngezinto ezibuhlungu nezinye izinto.

Kucaciswa Iivesi ZeBhayibhile

Phanda ngento ethethwa ziivesi zeBhayibhile namagama athile.

Imbali NeBhayibhile

Funda ibali elimangalisayo elichaza indlela esayifumana ngayo iBhayibhile. Funda nobungqina obubonisa ukuchana nokuthembeka kwayo.

Isayensi NeBhayibhile

Ngaba isayensi neBhayibhile zithetha into enye? Zininzi izinto ezityhilwa kukuthelekisa okuthethwa yiBhayibhile nokufunyenwe ngoososayensi.