Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IJW LIBRARY

Fumana uncedo lwe-iPad, i-iPhone ne-iPod touch

Fumana uncedo lwe-iPad, i-iPhone ne-iPod touch

IJW Library iveliswe ngokusemthethweni ngamaNgqina kaYehova. Ineenguqulelo ezininzi zeBhayibhile, iincwadi neencwadana zokufunda iBhayibhile.

 

 

Izinto Ezintsha KuVersion 8.0

  • Iphepha lokuqala libonisa iindawo othanda ukuya kuzo rhoqo

  • Indawo ethi, media yenzelwe ukukhangela iividiyo nezinto ezirekhodiweyo

  • Icandelo elithi, favorites lelokufaka uncwadi, iividiyo okanye izinto ezirekhodiweyo ozithandayo. Ukuze uzilandelelanise ngenye indlela izinto kwindawo ethi, Favorites kufuneka i-iOS 9 okanye elandela emva kwayo.

  • Izinto ezirekhodiweyo zeBhayibhile nolunye uncwadi

 

KWELI CANDELO

Sebenzisa i-JW LIBRARY​—Kwi-iOS

Funda indlela yokusebenzisa i-JW Library kwizixhobo ezine-iOS.

Dawunlowuda Uze Usebenzise IBhayibhile​—Kwi-iOS

Funda indlela yokudawunlowuda uze usebenzise iBhayibhile kuJW Library kwizixhobo ezine-iOS.

Dawunlowuda Uze Usebenzise Uncwadi​—Kwi-iOS

Funda indlela yokudawunlowuda uze usebenzise uncwadi kwi-JW Library nge-iOS.

Ukuphawula Indawo Obukuyo—Kwi-iOS

Funda indlela yokusebenzisa i-JW LIBRARY ukuze uphawule indawo obukuyo kwizixhobo ezisebenzisa i-iOS

Iindawo Ozifundileyo​—Kwi-iOS

Funda ukusebenzisa Iindawo Ozifundileyo kwiJW Library kwizixhobo ezisebenzisa i-iOS.

Ukufunda Ngendlela Elungele Wena​—Kwi-iOS

Funda indlela yokufunda ngendlela elungele wena kuJW Library kwizixhobo ezisebenzisa i-iOS.

Ukukhangela EBhayibhileni Okanye Kuncwadi​—Kwi-iOS

Funda indlela yokukhangela eBhayibhile okanye kuncwadi uze ukhangele nomxholo kwi-Insight on the Scriptures kuJW Library kwizixhobo ezisebenzisa i-iOS.

Ukukrwelela​—Kwi-iOS

Funda indlela yokukrwelela kwiJW Library kwizixhobo ezisebenzisa i-iOS.

Imibuzo Abantu Abaqhele Ukuyibuza​—IJW Library (Kwi-iOS)

Khangela iimpendulo zemibuzo edla ngokubuzwa.