I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

I-JW Broadcasting KwiRoku

Kwi-JW Broadcasting ninokubukela izinto zobuthixo ezihlaziyayo njengentsapho. Bukela iinkqubo ezivela kwistudiyo se-JW Broadcasting, kunye neevidiyo ezithatyathwe kwi-jw.org. Bukela ijelo elineezividiyo imini yonke, okanye ubukele ividiyo nganye nangaliphi na ixesha kwindawo ethi Oovimba Beevidiyo. Yiya kwindawo ethi Ezirekhodiweyo ukuze umamele ezirekhodiweyo ezahlukahlukeneyo kuquka umculo, iidrama nemidlalo yeBhayibhile erekhodiweyo.

Zibukele kwikhompyutha, itablet, nakwifowuni kwi-tv.jw.org okanye kwiTV yakho usebenzisa isixhobo seRoku.

 

 

Imibuzo Eqhele Ukubuzwa

Kutheni ndingayifumani iJW Broadcasting kwijelo leRoku?

Ziziphi iilwimi ezikhoyo kwiRoku?

Yimalini ukusebenzisa le app?

Kutheni kufuneka ikhadi lebhanka ukuze ndivule iakhawunti yeRoku?

Ndingenza ntoni ukuba umbuzo wam awuphendulwa apha?