IsiXhosa
IJW Broadcasting Iyadlala KwiTV YeAmazon Fire
https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/802013148/univ/art/802013148_univ_sqr_xl.jpg

IJW Broadcasting Iyadlala KwiTV YeAmazon Fire

IJW Broadcasting Iyadlala KwiTV YeAmazon Fire

Kwi-JW Broadcasting ninokubukela izinto zobuthixo ezihlaziyayo njengentsapho. Bukela iinkqubo ezivela kwistudiyo se-JW Broadcasting, kunye neevidiyo ezithatyathwe kwi-jw.org. Bukela ijelo elineezividiyo imini yonke, okanye ubukele ividiyo nganye nangaliphi na ixesha kwindawo ethi Oovimba Beevidiyo. Yiya kwindawo ethi Ezirekhodiweyo ukuze umamele ezirekhodiweyo ezahlukahlukeneyo kuquka umculo, iidrama nemidlalo yeBhayibhile erekhodiweyo.

Zibukele kwikhompyutha, itablet, nakwifowuni kwi-tv.jw.org okanye kwiTV yakho usebenzisa isixhobo seRoku.

 

 

KWELI CANDELO