Yiya kwinkcazelo

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

Uthando Olungagungqiyo Luza Kuyoyisa Nini Inzondo?

Uthando Olungagungqiyo Luza Kuyoyisa Nini Inzondo?

Kangangexesha elide amaYuda nama-Arabhu ayesilwa ngenxa yenzondo. Kodwa amanye ayeka ukucaphukela abantu bolunye uhlanga baza baqala ukubathanda. Khawuve ngabanye babo bantu.