Yiya kwinkcazelo

Izinto Ezimbi Ezehlela Abantu

Kutheni Kusenzeka Izinto Ezibuhlungu Kangaka?

Ngaba Ukubandezeleka Kwethu Kubangelwa NguThixo?

Akukho mntu ungabandezelekiyo—kwanabo bathandwa nguThixo. Kutheni?

Ngaba Konke Ukubandezeleka Kubangelwa NguMtyholi?

IBhayibhile iyamchaza unobangela wokubandezeleka kwabantu.

Ithini IBhayibhile Ngeentlekele Zemvelo?

Ngaba uThixo ugweba abantu ngeentlekele zemvelo? Ngaba uThixo uyabanceda abo behlelwe yintlekele?

Ithini IBhayibhile Ngezifo Ezingubhubhani?

Abantye abantu bathi uThixo usoohlwaya abantu ngezifo ezingubhubhani kunye nezinye izigulo. Kodwa iBhayibhile ayithethi loo nto.

Kwakutheni Ukuze UThixo Avumele AmaYuda Abulawe Ngenkohlakalo?

Abantu abaninzi babuza isizathu sokuba uThixo oluthando avumele ukubandezeleka. IBhayibhile ineempendulo ezanelisayo!

Uxolo Lwehlabathi​—Kutheni Kunzima Kangaka Ukulufumana?

Iinzame zabantu zokuzisa uxolo emhlabeni zisilele. Bona izizathu.

Ukumelana Nezinto Ezibuhlungu

Ngaba Zikhona Izinto Ezinokukuthuthuzela EBhayibhileni?

Iivesi zeBhayibhile eziye zathuthuzela abantu abaninzi abaneengxaki nabakhathazekileyo.

Ngaba IBhayibhile Ingandinceda Xa Ndixinezeleke Engqondweni?

Kukho izinto ezintathu uThixo azinika abantu ngesisa ukuze banyamezele iimvakalelo zokuxinezeleka.

Ndifuna Ukufa—Ngaba IBhayibhile Ingandinceda Xa Ndicinga Ngokuzibulala?

Leliphi icebiso iBhayibhile elinikayo xa umntu efuna ukuzibulala?

Ukuphila Nesifo Esinganyangekiyo—Ngaba IBhayibhile Ingakunceda?

Funda ngeendlela ezintathu ezinokukunceda unyamezele isigulo esinganyangekiyo.

Ithini IBhayibhile Ngokubulala Umntu Kuba Egulela Ukufa?

Xa umntu egulela ukufa. Ngaba umntu kufuneka enze yonke into ukuze aqhubeke ephila nangona egulela ukufa?

Izinto Ezibuhlungu Ziza Kuphela

Buza Kwenza Ntoni UBukumkani BukaThixo?

Funda ukuba unokulindela ntoni xa uBukumkani bukaThixo bulawula emhlabeni.