Yiya kwinkcazelo

UThixo

Ngubani UThixo?

Ngaba UThixo Ukho?

IBhayibhile ineendlela ezintlanu ephendula ngazo.

Ngaba UThixo Ngusomandla Nje Ongenazimvakalelo?

IBhayibhile ithi uThixo wadala izinto zonke, kodwa ngaba usikhathelele?

Ngaba UThixo Ukho Kuyo Yonke Indawo?

Ngaba iBhayibhile ifundisa ukuba uThixo ukho kuyo yonke indawo? Kutheni sinokuqiniseka ukuba kukho indawo ethile ahlala kuyo ibe uyakwazi?

Ngaba UThixo Unendawo Ahlala Kuyo?

Ithini iBhayibhile ngendawo ahlala kuyo uThixo? Ngaba noYesu uhlala kuloo ndawo?

Ngaba Ukhona Umntu Owakha Wambona UThixo?

Ngaba iBhayibhile iyaziphikisa xa isithi, “akukho mntu umbonileyo uThixo,” ize iphinde ithi uMoses, “wambona uThixo kaSirayeli”?

Ngaba Imfundiso Yokuba UThixo Uneziqu Ezithathu IseBhayibhileni?

Iicawa ezininzi zifundisa ukuba uThixo uneziqu ezithathu. Ngaba le mfundiso ivela eBhayibhileni?

Ngaba UMariya Ngumama KaThixo?

IZibhalo Ezingcwele nembali yobuKristu zinempendulo ecacileyo ngale nkolelo.

Ngaba UThixo Ukhe Atshintshe Ingqondo?

Ngaba iBhayibhile iyaziphikisa xa isithi uThixo uthi, “anditshintshanga” naxa esithi, ‘ndiyazisola’?

Yintoni UMoya Oyingcwele?

IBhayibhile ibhekisela kumoya oyingcwele ‘njengesandla’ sikaThixo, ibe kukho isizathu esibalulekileyo soko

Igama LikaThixo

Ngaba UThixo Unalo Igama?

Iinguqulelo ezininzi zeBhayibhile zinalo igama likaThixo. Ngaba kubalulekile ukulisebenzisa?

Ngaba Igama LikaThixo NguYesu?

UYesu akazange athi unguThixo uSomandla. Kwakutheni?

Ngubani UYehova?

Is he the God of just one people, such as the Israelites?

Unamagama Amangaphi UThixo?

Abantu abaninzi basenokucinga ukuba amagama afana ‘noAllah’, ‘uEl Shaddai,’ ‘uYehova-yire, ‘uAlfa no-Omega ngamagama kaThixo.’ Kutheni ibalulekile into yokuba simbize njani uThixo?

Ukuthanda KukaThixo

UThixo Uthanda Ndiphile Ubomi Obunjani?

Ngaba kufuneka ufumane imibono namaphupha akhethekileyo ukuze wazi into uThixo afuna uyenze? Khawuve ukuba iBhayibhile iphendula ithini.

Ithini IBhayibhile Ngenkululeko Yokuzikhethela? Ngaba Ubomi Bakho Bulawulwa NguThixo?

Abantu abaninzi bakholelwa ukuba ubomi babo bamiselwa kusengaphambili. Ngaba ukhetho lwethu lunento yokwenza nempumelelo yethu ebomini?

Ngaba Ukubandezeleka Kwethu Kubangelwa NguThixo?

Akukho mntu ungabandezelekiyo—kwanabo bathandwa nguThixo. Kutheni?