Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBukumkani BukaThixo

Buyintoni UBukumkani BukaThixo?

Funda isizathu sokuba uBukumkani bukaThixo bugqwesile kunabanye oorhulumente.

Ngaba UBukumkani BukaThixo Busentliziyweni Yakho?

Ithetha ukuthini iBhayibhile xa isithi “ubukumkani bukaThixo buphakathi kwenu”?

Buza Kwenza Ntoni UBukumkani BukaThixo?

Funda ukuba unokulindela ntoni xa uBukumkani bukaThixo bulawula emhlabeni.

Ubalo Maxesha LweBhayibhile Lubonisa Ntoni Ngonyaka Ka-1914?

Isiprofeto ‘samaxesha asixhenxe’ esikuDaniyeli isahluko 4 sibhekisa kwixesha elibalulekileyo kulawulo lwabantu.

Uxolo Emhlabeni—Luya Kubakho Njani?

Funda ngesithembiso sikaThixo sokuzisa uxolo emhlabeni ngoBukumkani bakhe.

Yintoni “Izitshixo ZoBukumkani”?

Ezi zitshixo zavula ithuba lantoni ibe ziza kunceda bani? Ngubani owavulayo?