Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ileta Eya KumaHebhere

Izahluko

1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • UThixo uthetha esebenzisa uNyana wakhe (1-4)

    • UNyana mkhulu kuneengelosi (5-14)

  • 2

    • Cingisisa kakhulu kunesiqhelo (1-4)

    • Zonke izinto zibekwe phantsi kukaYesu (5-9)

    • UYesu nabantakwabo (10-18)

      • UMmeli Oyintloko wosindiso lwabo (10)

      • Umbingeleli omkhulu onenceba (17)

  • 3

    • UYesu mkhulu kunoMoses (1-6)

      • Zonke izinto zakhiwe nguThixo (4)

    • Kulumkiswa ngokungabi nalukholo (7-19)

      • “Ukuba niyalimamela ilizwi lakhe namhlanje” (7, 15)

  • 4

    • Ubungozi bokungangeni ekuphumleni kukaThixo (1-10)

    • Kukhuthazwa ukuba singene ekuphumleni kukaThixo (11-13)

      • Ilizwi likaThixo liphilile (12)

    • UYesu, umbingeleli omkhulu kakhulu (14-16)

  • 5

    • UYesu mkhulu kunababingeleli abakhulu abangabantu (1-10)

      • Ungumbingeleli omkhulu njengoMelkitsedeki (6, 10)

      • Wafunda ukuthobeka kwizinto ezibuhlungu ezamehlelayo (8)

      • Abantu basindiswa ngonaphakade ngenxa yakhe (9)

    • Balumkiswa ngokungaqoli (11-14)

  • 6

    • Sebenzelani ukuba niqole (1-3)

    • Abashiya ukholo bayambethelela kwakhona uNyana (4-8)

    • Qinisekani ngokupheleleyo ngethemba eninalo (9-12)

    • Ukuqiniseka kwezithembiso zikaThixo (13-20)

      • Izithembiso nezifungo zikaThixo azinakutshintsha (17, 18)

  • 7

    • UMelkitsedeki, ukumkani nombingeleli okhethekileyo (1-10)

    • UYesu ungumbingeleli omkhulu kakhulu (11-28)

      • UKristu uyakwazi ukusindisa ngokupheleleyo (25)

  • 8

    • Intente engcwele imela izinto ezisezulwini (1-6)

    • Kuthelekiswa isivumelwano esidala nesitsha (7-13)

  • 9

    • Imisebenzi engcwele kwindawo engcwele esemhlabeni (1-10)

    • UKristu ungena ezulwini negazi lakhe (11-28)

      • Umlamli wesivumelwano esitsha (15)

  • 10

    • Imibingelelo yezilwanyana ayinamandla (1-4)

      • UMthetho, isithunzi (1)

    • UKristu wabingelelwa kwaba kanye (5-18)

    • Indlela entsha nephilayo yokungena (19-25)

      • Masingaziphosanisi nokuhlanganisana kunye (24, 25)

    • Kulumkiswa ngokona ngabom (26-31)

    • Ukuzimisela nokunyamezela ngokholo (32-39)

  • 11

    • Into oluyiyo ukholo (1, 2)

    • Abantu abayimizekelo yokholo (3-40)

      • Asinakumvuyisa uThixo ngaphandle kokholo (6)

  • 12

    • UYesu, uMphelelisi wokholo lwethu (1-3)

      • Ilifu elikhulu lamangqina (1)

    • Sukuyidelela ingqeqesho kaYehova (4-11)

    • Qhubekani nihamba kwindlela efanelekileyo (12-17)

    • Ukusondela kwiYerusalem esezulwini (18-29)

  • 13

    • Ukhuthazo nemibuliso yokugqibela (1-25)

      • Ningalibali ukubenzela ububele abanye (2)

      • Umtshato mawuhlonipheke (4)

      • Bathobeleni abo bakhokelayo (7, 17)

      • Nikela umbingelelo wokudumisa (15, 16)