A7-F
Izinto Ezenzekayo Xa UYesu Wayesemhlabeni—UYesu Uqhubeka Nomsebenzi Wakhe Ngakwimpuma YeYordan
|
IXESHA |
INDAWO |
INTO EYENZEKAYO |
MATEYU |
MARKO |
LUKA |
YOHANE |
|---|---|---|---|---|---|---|
|
32, emva kweTheko Lokunikezela |
EBhethani engaphesheya kweYordan |
Uya apho uYohane wayebhaptizela khona; abaninzi bayakholwa kuYesu |
||||
|
EPereya |
Ushumayela ezixekweni nasezilalini, esiya eYerusalem |
|||||
|
Ubacenga ukuba bangene ngomnyango omncinci; ubuhlungu ngenxa yeYerusalem |
||||||
|
Mhlawumbi ePereya |
Ufundisa ukuthobeka; imizekelo: izihlalo ezibekekileyo neendwendwe ezingazange zivume ukuza |
|||||
|
Ukubala iindleko zokuba ngumfundi |
||||||
|
Imizekelo: igusha elahlekileyo, imali elahlekileyo, unyana olahlekileyo |
||||||
|
Imizekelo: igosa elingalunganga, isityebi noLazaro |
||||||
|
Ufundisa ngokukhubeka, ukuxolela, nangokholo |
||||||
|
EBhethani |
ULazaro uyafa aze avuswe |
|||||
|
EYerusalem; kwaEfrayim |
Iqhinga lokubulala uYesu; uyemka |
|||||
|
ESamariya; eGalili |
Uphilisa abantu abalishumi abaneqhenqa; uchaza indlela obuza kuza ngayo uBukumkani bukaThixo |
|||||
|
ESamariya okanye eGalili |
Imizekelo: umhlolokazi ongancamiyo, umFarisi nomqokeleli werhafu |
|||||
|
EPereya |
Ufundisa ngomtshato nokuqhawula umtshato |
|||||
|
Usikelela abantwana |
||||||
|
Umbuzo wendoda esisityebi; umzekelo wabantu abasebenza kwintsimi yeediliya nomvuzo olinganayo |
||||||
|
Mhlawumbi ePereya |
Uprofeta okwesithathu ngokufa kwakhe |
|||||
|
Isicelo sokuba uYakobi noYohane bafumane izikhundla eBukumkanini |
||||||
|
EYeriko |
Udlula kuyo, uphilisa amadoda amabini angaboniyo; undwendwela uZakeyu; umzekelo weemina ezilishumi |

