A7-E
Izinto Ezenzekayo Xa UYesu Wayesemhlabeni—Umsebenzi Omninzi Owenziwa NguYesu EGalili (Inxalenye 3) NakwaYuda
|
IXESHA |
INDAWO |
INTO EYENZEKAYO |
MATEYU |
MARKO |
LUKA |
YOHANE |
|---|---|---|---|---|---|---|
|
32, emva kwePasika |
KuLwandle LwaseGalili; eBhethesayida |
Kwisikhephe esiya eBhethesayida, uYesu ulumkisa ngegwele labaFarisi; uphilisa indoda engaboniyo |
||||
|
Kummandla waseKesareya Filipi |
Izitshixo zoBukumkani; uprofeta ngokufa nokuvuswa kwakhe |
|||||
|
Mhlawumbi kwiNtaba YeHermon |
Ukutshintsha; uYehova uyathetha |
|||||
|
Kummandla waseKesareya Filipi |
Uphilisa inkwenkwe eneedemon |
|||||
|
EGalili |
Uphinda aprofete ngokufa kwakhe |
|||||
|
EKapernahum |
Ubhatala irhafu ngemali ephuma emlonyeni wentlanzi |
|||||
|
Oyena mkhulu eBukumkanini; umzekelo wegusha elahlekileyo nowekhoboka elingaxoleliyo |
||||||
|
EGalili yaseSamariya |
Endleleni eya eYerusalem, uchazela abafundi ukuba bamele bancame yonke into ngenxa yoBukumkani |
UYesu Uqhubeka Nomsebenzi Wakhe KwaYuda
|
IXESHA |
INDAWO |
INTO EYENZEKAYO |
MATEYU |
MARKO |
LUKA |
YOHANE |
|---|---|---|---|---|---|---|
|
32, iTheko Leentente (okanye, Leminquba) |
EYerusalem |
Ufundisa eThekweni; kuthunyelwa amagosa ukuze ambambe |
||||
|
Uthi “Ndikukukhanya kwehlabathi”; uphilisa indoda eyazalwa ingaboni |
||||||
|
Mhlawumbi kwaYuda |
Uthuma abayi-70; babuya bevuya |
|||||
|
KwaYuda; eBhethani |
Umzekelo womSamariya olungileyo; uya kwikhaya likaMariya noMarta |
|||||
|
Mhlawumbi kwaYuda |
Uphinda afundise ngomthandazo ongumzekelo; umzekelo womhlobo ongancamiyo |
|||||
|
Ukupha iidemon ngomnwe kaThixo; uphinda athethe ngommangaliso kaYona kuphela |
||||||
|
Utya nomFarisi; ugxeka ukuhanahanisa kwabaFarisi
|
||||||
|
Imizekelo: isityebi esingasebenzisi ngqondo kunye negosa elithembekileyo |
||||||
|
Uphilisa umfazi okhubazekileyo ngeSabatha; umzekelo wokhozo lwemostade nowegwele |
||||||
|
32, ITheko Lokunikezela |
EYerusalem |
Umzekelo womalusi olungileyo nomhlambi; amaYuda azama ukumbetha ngamatye; uya eBhethani engaphesheya kweYordan |

