Yiya kwinkcazelo

Ulutsha Luyabuza

Abahlobo

Kutheni Ndingenazo Nje Iitshomi?

Ayinguwe wedwa oziva enesithukuthezi okanye ongenazitshomi. Funda ngendlela iintanga zakho ezimelana ngayo nezi mvakalelo.

Ndingenza njani ukuze ndiyeke ukuba neentloni?

Ungaphoswa kukuba neetshomi nezinto onokuzifumana kuzo.

Ngaba Ndifanele Ndizenzele Abahlobo Abangakumbi?

Kumnandi ukuba nabahlobo abathile abasenyongweni, kodwa akusoloko kunceda. Ngoba?

Ndingenza Njani Xa Umhlobo Wam Endikhathazile?

Kufuneka uyazi ukuba bonke abahlobo baba nazo iingxaki. Kodwa unokwenza ntoni xa umhlobo wakho esenza okanye ethetha into ekukhathazayo?

Kutheni Ndisoloko Ndithetha Kakubi?

Leliphi icebiso eliza kukunceda ucinge ngaphambi kokuba uthethe?

Ndenze Ntoni Xa Ndihletywa?

Yintoni onokuyenza xa uhletywa ukuze igama lakho lingangcoliswa?

Ngaba Ukuncwasa Ngumdlalo Nje?

Yintoni ukuncwasa kanye kanye? Kutheni abanye abantu beyenza loo nto? Ngaba bukho ubungozi?

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokubhalelana Ngefowuni?

Iisms zinokubonakalisa ubuhlobo onabo nabantu kunye nendlela abanye abakujonga ngayo.

Intsapho

Ndinokuvana Njani Nabazali Bam?

Hlola izinto ezintlanu onokuzenza ezinokukunceda uphelise uze unciphise ingxabano.

Ndingathetha Njani Nabazali Bam Ngemithetho Abandibekele Yona?

Funda ngokuthetha nabazali bakho ngembeko kwaye uza kothuka ukuba kungakunceda njani oku.

Ngaba Kunyanzelekile Kubekho Imithetho Ekhaya?

Ngaba kunzima ukuthobela imithetho yabazali? Nanga amacebiso anokukunceda uzijonge kakuhle izinto.

Ndingenza Njani Xa Ndiye Andawuthobela Umthetho Wabazali?

Awunakuyitshintsha into eyenzekileyo, kodwa ungazama ukuba izinto zingabi mbi kakhulu. Eli nqaku liza kusibonisa indlela yokwenza oku.

Ndingenza Ntoni Ukuze Abazali Bam Bandithembe?

Izinto eziyi-3 ezizokunceda unikwe inkululeko eninzi

Kutheni Abazali Bam Bengandivumeli Ukuba Ndonwabe?

Ngaba ndifanele ndibaqhathe ukuze ndiye konwaba, okanye ndimele ndibaxelele inyani abazali bam?

Ndinokwenza Ntoni Xa Umzali Wam Egula?

Ayinguwe wedwa umntu osemtsha ojamelene nemeko enjalo. Funda ukuba yintoni eyanceda abanye ababini ukuba bamelane nale ngxaki.

Ngaba Abazali Bakho Bayadivosa?

Unokuyiphelisa njani loo ntlungu, umsindo nenzondo?

Kutheni Kufuneka Ndenze Uxolo Nabantwana Basekhaya?

Uyabathanda kodwa ngamanye amaxesha bakucaphukisa nyhani.

Technology

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngemidlalo Ye-elektroniki?

Inokuba luncedo ize iphinde ibe nezinye izinto esingakhange sizicinge.

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokubhalelana Ngefowuni?

Iisms zinokubonakalisa ubuhlobo onabo nabantu kunye nendlela abanye abakujonga ngayo.

Yintoni Iiwebhsayithi Zokuncokola Eziyenzayo Kum?

Kunzima ukuyeka ukusebenzisa iiwebhsayithi zokuncokola. La macebiso anokukunceda ukwazi ukuzibamba.

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokufaka Iifoto Kwi-intanethi?

Xa ufaka iifoto ozithandayo kwi-intanethi wazisa abahlobo nabantu bakokwenu ukuba unjani, kodwa zikhona neendlela okuyingozi ngako.

Ndinokwenza Njani Xa Ndihlutshwa Ngumntu Kwi-intanethi?

Oko umele ukwazi noko umele ukwenze ukuze uzikhusele

Ngaba ndifanele ndenze izinto ezininzi ngexesha elinye?

Ngaba ungakwazi ukwenza izinto ezininzi ungaphazamiseki?

Yintoni Enokundinceda Ukuze Ndingaphazamiseki?

Phawula iimeko ezintathu ezinokubangela iteknoloji ikuphazamise nento onokuyenza ukuze ingenzeki loo nto.

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokuthumelelana Imiyalezo Nemifanekiso Yamanyala Ngefowuni?

Ngaba unyanzelwa ukuba uthumele iifoto zabantu abahamba ze? Iba yintoni imiphumo yokuthumelelana iifoto zabantu abahamba ze? Ngaba kukudlala nje ngothando?

Ndimele Ndithini Xa Abazali Bam Bengafuni Ndisebenzise Iiwebhsayithi Zokuncokola?

Kubonakala ngathi bonke abantu basebenzisa iiwebhsayithi zokuncokola, ngaba nyhani kunjalo? Ungenza ntoni xa wena abazali bakho bengakuvumeli?

Isikolo

Ngaba Uyasicaphukela Isikolo?

Ngaba utitshala wakho uyakudika? Ngaba ezinye izifundo zibonakala ziyinkcitha-xesha?

Ndenze Njani Xa Ndingapasi Esikolweni?

Ngaphambi kokuba uncame, khawujonge ezi zinto ziyi-6 onokuzenza ukuze upase.

Ngaba Ndifanele Ndiyeke Esikolweni?

Impendulo inokuba yinto engapha kwale uyicingayo.

Ndiza Kwenza Ntoni Xa Ndihlutshwa Ngabanye?

Uninzi lwabantu abahlupha abanye luziva lungeloncedo. Eli nqaku lichaza into enokwenziwa ukuze kulungiswe le ngxaki.

Ngaba Izinto Zadalwa Okanye Zazivelela?—Inxalenye 1: Kutheni Ukholelwa KuThixo?

Ngaba awungethandi ukuzithemba nangakumbi xa ucacisa isizathu sokuba ukholelwe kuThixo? Fumana amacebiso eendlela zokuphendula xa umntu ethandabuza iinkolelo zakho.

Ngaba Izinto Zadalwa Okanye Zazivelela?—Inxalenye 2: Kutheni Ufanele Ungayikholelwa Into Yokuba Izinto Zazivelela?

Izibakala ezithathu ezibalulekileyo zokuba ufanele ukholelwe kwelokuba izinto zadalwa.

Ngaba Izinto Zadalwa Okanye Zazivelela?—Inxalenye 3: Kutheni Umele Ukholelwe Ukuba Izinto Zadalwa?

Ngaba kufuneka uphikisane nesayensi ukuze ukholelwe kwelokuba izinto zadalwa?

Ngaba Izinto Zadalwa Okanye Zazivelela?—Inxalenye 4: Ndingayicacisa Njani Inkolelo Yam Yokuba Zonke Izinto Zadalwa?

Akuyomfuneko ukuba ube krelekrele kwizifundo zesayensi ukuze ucacise isizathu sokuba ukholelwa ekubeni zonke izinto ezikhoyo zadalwa. Sebenzisa iBhayibhile.

Life Skills

Ndingahlala Njani Ndonwabile?

Ukonwaba nokuziva uphantsi yinto eqhelekileyo kulutsha, kodwa abaninzi baye bangazi ukuba kwenzeka ntoni. Into emnandi kukuba usenokusazi isizathu sokuba uzive ngolu hlobo uze ufunde nento onokuyenza xa unale ngxaki.

Ndingenza Njani Ukuze Ndingacingi Ngezinto Ezikhathazayo?

Unokukwazi ukucinga ngezinto ezintle xa usenza ngale ndlela kucetyiswa ngayo apha.

Ndingawulawula Njani Umsindo?

Izibhalo ezintlanu ezinokukunceda uhlale uzolile xa ucatshukisiwe.

Ndingajamelana Njani Nexhala?

Amacebiso amathandathu anokukunceda ukwazi ukuhlangabezana nexhala.

Ndinokuyinyamezela Njani Intlungu Yokuswelekelwa?

Kuthatha ixesha ukuba ngcono kwentlungu emva kokuswelekelwa. Jonga amacebiso akweli nqaku ubone ukuba ngawaphi anokukukunceda

Ndingamelana Njani Nentlungu?

Ulutsha lubalisa ngento eye yalunceda lwanyamezela.

Ndingenza Njani Ukuze Ndingadinwa Kakhulu?

Yintoni ebangela udinwe kakhulu? Ngaba wenza izinto eziza kubangela ukuba udinwe kakhulu? Ukuba kunjalo, ziintoni onokuzenza?

Ndinokuyeka Njani Ukuzibekela Amangomso Izinto?

Funda ngamacebiso endlela yokuyeka ukuzibekel’ amangomso izinto!

Ndinokwenza Njani Ukuze Ndingayisebenzisi Kakhulu Imali?

Ngaba ukhe waya evenkileni uye kubuka kodwa wabuya uthenge into eduru? Ukuba kunjalo, eli nqaku libhalelwe wena.

Ndingazilungisa Njani Iimpazamo Zam?

Bonke abantu bayazenza iimpazamo kodwa ayingabo bonke abafundayo kuzo.

Ndenze Njani Xa Ndilungiswa?

Abanye abantu abasebatsha kuthiwa banochuku, kuba bakhawuleza bacaphuke xa belungiswa nokuba kungento encinci. Unjalo nawe?

Kutheni Ndifanele Ndinyaniseke?

Ngaba abantu abanganyanisekanga bayaphumelela?

Ndinokuthenjwa Kangakanani?

Olunye ulutsha lunikwa inkululeko engakumbi kunolunye. Yintoni ebangela kube njalo?

Yintoni Enokundinceda Ukuze Ndingaphazamiseki?

Phawula iimeko ezintathu ezinokubangela iteknoloji ikuphazamise nento onokuyenza ukuze ingenzeki loo nto.

Ndingenza njani ukuze ndiyeke ukuba neentloni?

Ungaphoswa kukuba neetshomi nezinto onokuzifumana kuzo.

Ngaba Kubalulekile Ukuba Nembeko?

Ngaba ukuba nembeko kuphelelwe lixesha okanye kubalulekile namhlanje?

Kutheni Ndisoloko Ndithetha Kakubi?

Leliphi icebiso eliza kukunceda ucinge ngaphambi kokuba uthethe?

Kutheni Ndimele Ndibancede Abanye?

Ukwenzela abanye izinto ezintle kukunceda ubuncinane ngeendlela ezimbini. Ziziphi ezo ndlela?

Ndenze Ntoni Xa Ndihletywa?

Yintoni onokuyenza xa uhletywa ukuze igama lakho lingangcoliswa?

Ndingenza Njani Xa Umhlobo Wam Endikhathazile?

Kufuneka uyazi ukuba bonke abahlobo baba nazo iingxaki. Kodwa unokwenza ntoni xa umhlobo wakho esenza okanye ethetha into ekukhathazayo?

Ndiza Kwenza Ntoni Xa Ndihlutshwa Ngabanye?

Uninzi lwabantu abahlupha abanye luziva lungeloncedo. Eli nqaku lichaza into enokwenziwa ukuze kulungiswe le ngxaki.

Ubuntu Bakho

Kutheni Kufuneka Ndikuphephe Ukufana Nabantu Abadumileyo? Inxalenye 1: Yeyamantombazana

Ulutsha oluninzi lucinga ukuba luphila ubomi balo kodwa aluziboni ukuba sele lulinganisa abantu abadumileyo xa lusenza izinto.

Kutheni Kufuneka Ndikuphephe Ukufana Nabantu Abadumileyo?—Inxalenye 2: Le Nxalenye Yeyabafana

Ngaba ukwenza izinto ngendlela eyahlukileyo kuza kukwenza ungathandwa ngabanye?

Ndinokuthenjwa Kangakanani?

Olunye ulutsha lunikwa inkululeko engakumbi kunolunye. Yintoni ebangela kube njalo?

Kutheni Ndifanele Ndinyaniseke?

Ngaba abantu abanganyanisekanga bayaphumelela?

Ndenze Njani Xa Ndilungiswa?

Abanye abantu abasebatsha kuthiwa banochuku, kuba bakhawuleza bacaphuke xa belungiswa nokuba kungento encinci. Unjalo nawe?

Ndingasiqeqesha Njani Isazela Sam?

Isazela sakho sichaza wena ukuba ungubani nokuba umela ntoni. Sithini ngawe isazela sakho?

Ndingayeka Njani Ukuzenza Umntu Endingenguye?

Iindlela ezine ezinokukunceda uyeke ukuziphatha ngolu hlobo.

Ndinokumkhetha Njani Umntu Endifuna Ukufana Naye?

Ukukhetha umntu ofuna ukufana naye ongumzekelo omhle kungakunceda uphephe iingxaki, wenze izinto ozimisele ukuzenza uze uphumelele ebomini. Kodwa ngumzekelo kabani omele uwuxelise?

Kutheni Ndimele Ndibancede Abanye?

Ukwenzela abanye izinto ezintle kukunceda ubuncinane ngeendlela ezimbini. Ziziphi ezo ndlela?

Ndingazilungisa Njani Iimpazamo Zam?

Bonke abantu bayazenza iimpazamo kodwa ayingabo bonke abafundayo kuzo.

Ndinjani?

Funda indlela yokulumkela iimpazamo zefashoni ezintathu ezixhaphalileyo.

Ngaba Ndisoloko Ndicinga Ngendlela Endikhangeleka Ngayo?

Ukuba unengxaki nomzimba wakho, ungayilungisa njani?

Ngaba Ndifanele Ndiyenze Itattoo?

Ungasenza njani isigqibo sobulumko?

Bad Habits

Ngaba Nyhani Ukuthuka Kuphosakele?

Yintoni ephosakeleyo ngokuthuka, kuqheleke kangaka nje?

Kutheni Ndifanele Ndingayibukeli Iphonografi?

Iphonografi nokutshaya zifana ngantoni?

Ngaba Ulikhoboka Lephonografi?

IBhayibhile inokukunceda uyazi kakuhle ukuba yintoni iphonografi.

Ngaba ndifanele ndenze izinto ezininzi ngexesha elinye?

Ngaba ungakwazi ukwenza izinto ezininzi ungaphazamiseki?

Ndinokuyeka Njani Ukuzibekela Amangomso Izinto?

Funda ngamacebiso endlela yokuyeka ukuzibekel’ amangomso izinto!

Free Time

Ngaba Ibalulekile Into Yokuba Ukhetha Umculo Onjani?

Ekubeni umculo unamandla, funda ukuwukhetha kakuhle.

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngemidlalo Ye-elektroniki?

Inokuba luncedo ize iphinde ibe nezinye izinto esingakhange sizicinge.

Yintoni Endifanele Ndiyazi Ngemidlalo?

Kuhlole oko ukudlalayo, indlela odlala ngayo, nexesha olichitha xa udlala.

Ngaba Ukusebenzelana Nemimoya Kukuzonwabisa Okungeyongozi?

Ulutsha oluninzi luye lwanomdla kwizinto ezifana nokuvumisa ngeenkwenkwezi, iidemon, ivampire nobugqwirha. Ngaba zikho izinto eziyingozi esifanele sizilumkele?

Kutheni Abazali Bam Bengandivumeli Ukuba Ndonwabe?

Ngaba ndifanele ndibaqhathe ukuze ndiye konwaba, okanye ndimele ndibaxelele inyani abazali bam?

Isondo

Ndenze Ntoni Xa Umntu Esenza Izimbo Zokufuna Ukulala Nam?

Funda ukuba kuthetha ukuthini ukwenzelwa izimbo ezibonisa ukuba umntu ufuna ukulala nawe, noko unokukwenza xa ukule ngxaki.

Yintoni Endifanele Ndiyazi Ngokuxhatshazwa Ngokwesondo?​—Inxalenye 1: Izilumkiso

Amacebiso amathathu anokukunceda ukuze ungaxhatshazwa ngokwesondo.

Yintoni Endifanele Ndiyazi Ngokuxhatshazwa Ngokwesondo?—Inxalenye 2: Ukuchacha

Funda ukuba bathini abantu abakha baxhatshazwa ngokwesondo nendlela abaye bachacha ngayo.

Ndingazicacisa Njani Iinkolelo Zam Ngokulalana?

Ukuba ubunokubuzwa: ‘Awukalali namntu?’ okanye ‘Ucinga ntoni ngokulalana?’ Ngaba unokuzicacisa iinkolelo zakho zokulalana ngeBhayibhile?

Ngaba Nyhani Ukumuncana Amalungu Esini Kukwabelana Ngesondo?

Ngaba intombazana inokumitha ngenxa yokumuncwa amalungu esini?

Ngaba Ubufanasini Abulunganga?

Ngaba iBhayibhile ithi amafanasini ngabantu abangalunganga? Ngaba umKristu unokumkholisa uThixo ngoxa etsaleleke kubantu besini esifanayo nesakhe?

Ndithanda Abantu Besini Esifana Nesam—Ngaba Loo Nto Ithetha Ukuba Ndiyigay?

Ngaba yinto ephosakeleyo ukufuna ukuthandana nomntu ofana nawe? Ufanele wenze ntoni?

Ndingenza Njani Ukuze Ndiyeke Ukuhlala Ndicinga Ngesondo?

Ziintoni onokuzenza xa uqalisa ukucinga ngesondo?

Kuthekani Ngezifungo Zokungabelani Ngesondo?

Ngaba siza kukunceda ukuba ungabelani ngesondo ngaphambi komtshato?

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokuthumelelana Imiyalezo Nemifanekiso Yamanyala Ngefowuni?

Ngaba unyanzelwa ukuba uthumele iifoto zabantu abahamba ze? Iba yintoni imiphumo yokuthumelelana iifoto zabantu abahamba ze? Ngaba kukudlala nje ngothando?

Kutheni Ndifanele Ndingayibukeli Iphonografi?

Iphonografi nokutshaya zifana ngantoni?

Ngaba Ulikhoboka Lephonografi?

IBhayibhile inokukunceda uyazi kakuhle ukuba yintoni iphonografi.

Ukuthandana

Ziintoni Endinokuzilindela Xa Ndithandana?

Izinto ezintathu enimele nizazi njengokuba nisiya nisazana bhetele.

Ngaba Ukuncwasa Ngumdlalo Nje?

Yintoni ukuncwasa kanye kanye? Kutheni abanye abantu beyenza loo nto? Ngaba bukho ubungozi?

Ngaba Bubuhlobo Nje Okanye Luthando?​—Inxalenye  1: Yintoni Ebangela Ukuba Ndizibuze?

Fumana amacebiso anokukunceda uqonde ukuba umntu okuthumelela umyalezo uthetha ukuthini na.

Physical Health

Kuthekani Ukuba Ndiyagula?—Inxalenye 1

Abaselula abane bachaza izinto ezibancedayo ukuze bahlangabezane nezigulo zabo baze bahlale benethemba.

Kuthekani Ukuba Ndiyagula?—Inxalenye 2

Funda ngolutsha olukhathazwa yimpilo kodwa oluye lakwazi ukuhlala lunembono efanelekileyo ngobomi.

Kuthekani Ukuba Ndiyagula? (Inxalenye 3)

Amava abantu abathathu abatsha angakunceda ufunde indlela yokumelana nokugula.

Ndingamelana Njani Nokufikisa?

Funda oko unokukulindela nendlela yokumelana notshintsho ngokuphumelelayo.

Ndingenza Njani Ukuze Ndingadinwa Kakhulu?

Yintoni ebangela udinwe kakhulu? Ngaba wenza izinto eziza kubangela ukuba udinwe kakhulu? Ukuba kunjalo, ziintoni onokuzenza?

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngotywala?

Funda ngendlela onokukuphepha ngayo ukwaphula umthetho, ukungcolisa igama lakho, ukudlwengulwa, ukuba likhoboka nokufa.

Yintoni Endifanele Ndiyazi Ngokutshaya Ngoomatshini Necuba?

Kuyingozi nangona abantu abadumileyo nobaziyo besenokwenza kubonakale ngathi ‘kukuzonwabisa’ nje qha. Funda ukuba kuyingozi njani, nendlela yokuyiphepha.

Ndingenza Ntoni Ukuze Ndilale Ngokwaneleyo?

Amacebiso asixhenxe anokukunceda ulale ngokwaneleyo.

Yintoni Enokundinceda Ndikuthande Ukujima?

Ngaphandle kokuyenza ngcono impilo yakho, ngaba zikhona ezinye izinto ukujima okungakunceda kuzo?

Ndingakwazi Ukutya Ngendlela Esempilweni?

Ulutsha olungekho sempilweni ludla ngokhula lube ngabantu abadala abangekho sempilweni, ngoko zimisele ukutya ngendlela esempilweni.

Ndinokwenza Njani Ukuze Umzimba Wam Wehle?

Ukuba ufuna ukwehla, sukucinga ngedayethi kodwa cinga ngendlela oza kutya noza kuphila ngayo ubomi bakho bonke.

Emotional Health

Ndingahlala Njani Ndonwabile?

Ukonwaba nokuziva uphantsi yinto eqhelekileyo kulutsha, kodwa abaninzi baye bangazi ukuba kwenzeka ntoni. Into emnandi kukuba usenokusazi isizathu sokuba uzive ngolu hlobo uze ufunde nento onokuyenza xa unale ngxaki.

Ndingenza Njani Ukuze Ndingacingi Ngezinto Ezikhathazayo?

Unokukwazi ukucinga ngezinto ezintle xa usenza ngale ndlela kucetyiswa ngayo apha.

Ndinokujamelana Njani Nokungonwabi?

Iindlela onokuzisebenzisa ezikweli nqaku zinokukunceda wenze izinto ezithile ukuze uphinde wonwabe.

Ndingajamelana Njani Nexhala?

Amacebiso amathandathu anokukunceda ukwazi ukuhlangabezana nexhala.

Ndingawulawula Njani Umsindo?

Izibhalo ezintlanu ezinokukunceda uhlale uzolile xa ucatshukisiwe.

Ndinokuyinyamezela Njani Intlungu Yokuswelekelwa?

Kuthatha ixesha ukuba ngcono kwentlungu emva kokuswelekelwa. Jonga amacebiso akweli nqaku ubone ukuba ngawaphi anokukukunceda

Ndingamelana Njani Nentlungu?

Ulutsha lubalisa ngento eye yalunceda lwanyamezela.

Ndiza Kwenza Ntoni Xa Ndihlutshwa Ngabanye?

Uninzi lwabantu abahlupha abanye luziva lungeloncedo. Eli nqaku lichaza into enokwenziwa ukuze kulungiswe le ngxaki.

Ndinokwenza Njani Xa Ndihlutshwa Ngumntu Kwi-intanethi?

Oko umele ukwazi noko umele ukwenze ukuze uzikhusele

Yintoni Iiwebhsayithi Zokuncokola Eziyenzayo Kum?

Kunzima ukuyeka ukusebenzisa iiwebhsayithi zokuncokola. La macebiso anokukunceda ukwazi ukuzibamba.

Ndingamelana Njani Nokufikisa?

Funda oko unokukulindela nendlela yokumelana notshintsho ngokuphumelelayo.

Kutheni Ndizisika?

Ukuzenzakalisa yingxaki yolutsha oluninzi. Ukuba nawe uyazenzakalisa, yintoni enokukunceda ukuba uyeke?

Ndingenza Njani Ukuze Ndingadinwa Kakhulu?

Yintoni ebangela udinwe kakhulu? Ngaba wenza izinto eziza kubangela ukuba udinwe kakhulu? Ukuba kunjalo, ziintoni onokuzenza?

Yintoni Endifanele Ndiyazi Ngokuxhatshazwa Ngokwesondo?—Inxalenye 2: Ukuchacha

Funda ukuba bathini abantu abakha baxhatshazwa ngokwesondo nendlela abaye bachacha ngayo.

Ukukhonza uThixo

Ngaba Izinto Zadalwa Okanye Zazivelela?—Inxalenye 1: Kutheni Ukholelwa KuThixo?

Ngaba awungethandi ukuzithemba nangakumbi xa ucacisa isizathu sokuba ukholelwe kuThixo? Fumana amacebiso eendlela zokuphendula xa umntu ethandabuza iinkolelo zakho.

Ngaba Izinto Zadalwa Okanye Zazivelela?—Inxalenye 2: Kutheni Ufanele Ungayikholelwa Into Yokuba Izinto Zazivelela?

Izibakala ezithathu ezibalulekileyo zokuba ufanele ukholelwe kwelokuba izinto zadalwa.

Ngaba Izinto Zadalwa Okanye Zazivelela?—Inxalenye 3: Kutheni Umele Ukholelwe Ukuba Izinto Zadalwa?

Ngaba kufuneka uphikisane nesayensi ukuze ukholelwe kwelokuba izinto zadalwa?

Ngaba Izinto Zadalwa Okanye Zazivelela?—Inxalenye 4: Ndingayicacisa Njani Inkolelo Yam Yokuba Zonke Izinto Zadalwa?

Akuyomfuneko ukuba ube krelekrele kwizifundo zesayensi ukuze ucacise isizathu sokuba ukholelwa ekubeni zonke izinto ezikhoyo zadalwa. Sebenzisa iBhayibhile.

Kutheni Kufuneka Ndithandaze?

Ngaba ukuthandaza yindlela nje yokuzenza uzive bhetele okanye kukho into engaphaya koko?

Kutheni Ndimele Ndiye KwiHolo YoBukumkani?

Kabini evekini, amaNgqina KaYehova aya kwiindawo akhonzela kuzo ezibizwa ngokuba ziiHolo ZoBukumkani. Kwenziwa ntoni kuzo, ibe ungancedakala njani ngokuya?

Ndingayeka Njani Ukuzenza Umntu Endingenguye?

Iindlela ezine ezinokukunceda uyeke ukuziphatha ngolu hlobo.

Kungandinceda Njani Ukufunda IBhayibhile?​—Inxalenye 1: Ukufunda IBhayibhile Yakho

Ukuba udibana nebhegi enkulu yakudala, ngaba awunakuba nomdla wokuba kukho ntoni ngaphakathi? IBhayibhile ifana naloo bhegi yakudala. Inobuncwane obuninzi.

Ndingasiqeqesha Njani Isazela Sam?

Isazela sakho sichaza wena ukuba ungubani nokuba umela ntoni. Sithini ngawe isazela sakho?

Ngaba Ndimele Ndibhaptizwe?​—Oko Kuthethwa Kukubhaptizwa

Ukuba ufuna ukubhaptizwa, ufanele uqale uyazi into ethethwa kukubhaptizwa.

Ngaba Ndimele Ndibhaptizwe?​—Ukulungiselela Ukubhaptizwa

Sebenzisa le mibuzo ukuze uzijonge ukuba ukulungele na ukubhaptizwa.

Ngaba Ndimele Ndibhaptizwe?—Inxalenye 3: Yintoni Endibambileyo?

Ukuba uyoyika ukuzinikela kuYehova uze ubhaptizwe, eli nqaku liza kukunceda umelane noko koyika.

Yintoni Ekuza Kufuneka Ndiyenze Emva Kokuba Ndibhaptiziwe?—Inxalenye 1: Hlala Uxakekile

Emva kokuba ubhaptiziwe, hlala ungumhlobo kaThixo. Qhubeka ufunda iBhayibhile, uthandaza, uthetha ngezinto ozikholelwayo, futhi uye nakwiintlanganiso.

Yintoni Ekuza Kufuneka Ndiyenze Emva Kokuba Ndibhaptiziwe?—Inxalenye 2: Hlala Uthembekile

Jonga ukuba ungaphila njani ngokwesifungo owawusenze kuYehova xa wawuzinikela.

Older Articles

Amanqaku Athi “Ulutsha Luyabuza” AkuVukani!

Funda amanqaku athi “Ulutsha Luyabuza” awakhululwa kuVukani! phakathi ko-1982 ukuya ku-2012.

Ngaba Lo Mntu Undifanele?

Ungazivelela njani zonke iinkalo uze ubone ukuba lo mntu unjani kanye-kanye?

Ngaba Sifanele Sahlukane?—Inxalenye 1

Umtshato liqhina elifanele lihlale lihleli. Ngoko ke, ukuba unamathandabuzo ngalo mntu uthandana naye, musa ukungayihoyi loo nto!

Ngaba Sifanele Sahlukane?—(Inxalenye 2)

Akululanga ukwahlukana nomntu omthandayo. Umele uyenze njani loo nto? Uza kuvakalelwa njani emva koko?