Inkcazelo Yabasemagunyeni

Le ndawo inenkcazelo ethetha ngamaNgqina kaYehova eyenzelwe abasemagunyeni.

Amagama Asetyenziswa NgamaNgqina KaYehova

Eli nqaku lenzelwe ukunceda abantu beendaba babone indlela yokubhalwa kwamagama asetyenziswa yintlangano yethu.