Kutheni Kubalulekile Ukukholelwa okanye Ukungakholelwa kuMdali

Ukuba ubungqina obukhoyo bukwenza ukholelwe ukuba ukhona uThixo ongusomandla, unokuncedakala ngoku nakwixesha elizayo.

Funda Okungakumbi

Funda IBhayibhile Kwi-Intanethi

Jonga nezinye izinto ezikule Nguqulelo Yehlabathi Elitsha, iBhayibhile echanileyo nefundeka lula.

Funda IBhayibhile Kwi-Intanethi

Jonga nezinye izinto ezikule Nguqulelo Yehlabathi Elitsha, iBhayibhile echanileyo nefundeka lula.

Khangela iividiyo ezintsha, umculo, amanqaku neendaba

Funda Into Entsha

Khawuzame Isifundo Sethu SeBhayibhile

Yiba nencoko efundisa ngeBhayibhile kunye nomntu oza kukufundela.

Cela Ukufikelwa NgamaNgqina

Ncokolani ngombuzo weBhayibhile, okanye ufunde nezinye izinto ngamaNgqina kaYehova.

Iintlanganiso Zebandla ZamaNgqina KaYehova

Khangela indawo esihlanganisana kuyo nendlela esinqula ngayo.

AmaNgqina KaYehova—Singoobani?

Sineemvelaphi ezahlukahlukeneyo, kodwa sinosukelo olufanayo. Eyona nto ibalulekileyo sifuna ukungcwalisa uYehova, uThixo ekuthethwa ngaye eBhayibhileni nonguMdali wezinto zonke. Sizama ngamandla ethu onke ukuxelisa uYesu Kristu yaye sinelunda ngokuba ngamaKristu. Ngamnye kuthi usoloko echitha ixesha enceda abantu bafunde iBhayibhile nangoBukumkani bukaThixo. Ngenxa yokuba singqinela okanye sithetha ngoYehova uThixo nangoBukumkani bakhe, saziwa njengamaNgqina kaYehova.

Yiya kwiwebhsayithi yethu. Funda iBhayibhile kwi-intanethi. Funda okungakumbi ngathi nangezinto esizikholelwayo.

 

AmaNgqina KaYehova amabini ashumayela kwenye indoda kwindawo ukulinywa irayisi