Yiya kwinkcazelo

Amanqaku Ebikwiphepha Lokuqala

 

Ngaba Sisono Ukutshaya?

Ukuba iBhayibhile ayithethi ngokutshaya, singawuphendula njani lo mbuzo?

Uyayazi Inyani?

IBhayibhile ineempendulo zeyona mibuzo abantu abadla ngokubuza yona.

Zipheni Ixesha Lokuba Kunye

Kunokuba nzima ukuncokola nokuba umyeni nenkosikazi sebesegumbini elinye. Abantu abatshatileyo banokwenza njani ukuze balonwabele ixesha lokuba kunye?

Melana Nengcinezelo Yoontanga!

Amanyathelo amane alula anokukunceda ube namandla okuzenzela izigqibo.

Ngaba Inyani Isabalulekile?

Ngaba isekhona inyani? Ukuba ikhona, ungayazi njani?

 

Ngaba Zikhona Izinto Ezinokukuthuthuzela EBhayibhileni?

Iivesi zeBhayibhile eziye zathuthuzela abantu abaninzi abaneengxaki nabakhathazekileyo.

Kutheni UThixo Evumela Ukubandezeleka?

Abantu abaninzi bayazibuza ukuba kutheni emhlabeni kusenzeka izinto ezimbi kangaka. IBhayibhile ineempendulo ezithuthuzelayo nezanelisayo.

Iza Kuphela Nini Imilo?—Ithini IBhayibhile?

IBhayibhile ithi abantu baseza kuyeka ukulwa. IBhayibhile iyachaza ukuba iza kwenzeka njani loo nto.

Yenza Abahlobo Ukuze Ungaziva Uwedwa

Icebiso leBhayibhile lingakunceda.

 

Zilumkele Izinto Ezingeyonyani

Zininzi kakhulu iindaba ezilahlekisayo nezingeyonyani kunye nezinto ezithethwayo ekungekho bungqina bazo, ibe zinokukufaka engxakini.

Ngaba Ubugrogrisi Buya Kuze Buphele?

Leliphi ithemba esilifumana eBhayibhileni?

 

Kuthetha Ukuthini Ukuba ‘NgumSamariya Olungileyo’?

Khawuve ukuba lithetha ukuthini eli gama ibe lithathwe phi.

Ithini IBhayibhile NgeIsta?

Funda ngemvelaphi yezinto ezintlanu ezenziwa ngeholide yeIsta.

UYesu Uza Kubasusa Abantu Abophula Umthetho

Singabonisa njani ukuba siyayixabisa into esayenzelwe nguYesu, naleyo aza kusenzela yona?

Zintoni Ezifunekayo Ukuze Uyazi IBhayibhile?

Nokuba injani na imvelaphi yakho, unokusazi isigidimi sikaThixo esikwiZibhalo Ezingcwele.

Ukufumana Ulonwabo Lokwenene

Lo Vukani! uthetha ngendlela icebiso elifumaneka eBhayibhileni elingakunceda ngayo.

 

Ungancedwa Yintoni Ukuze Uqiniseke Ukuba Uza Konwaba Kwixesha Elizayo?

Ngaba yimfundo, imali okanye yenye into? Khawuve impendulo kule Mboniselo.

 

Ungasikelelwa Ngonaphakade NguThixo Onothando

Jonga ukuba ungasikelelwa ngantoni, njani, nokuba kutheni ingelophupha njee eli lokuba ungasikelelwa ngolu hlobo.

Uxolo Nolonwabo

IBhayibhile incede abantu abaninzi banyamezela iingxaki, bangabi buhlungu kakhulu iphinde yabanceda baphila ubomi obunenjongo.