Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Yiba Nesibindi

Yiba Nesibindi

Download:

  • Lead Sheet

  1. 1. Uvuka kwa

    Kuseni,

    Athandazele a,

    Bantwana bakhe

    Nabazalwana:

    “Tata s’ncede s’thembeke.”

    Xa kukho ubunzima,

    Akaye anikezele,

    Uba nobubele.

    Le ngoma​—uhlal’ eyikhumbula:

    (CHORUS)

    ‘Nzakuqinisa.

    Ungoyiki.

    Nzakuba nawe.

    Ndikuncede.’

    Yiba nesibindi.

    Le yingoma yakhe.

    “Ewe woba nawe,

    Akukhathalele.”

    (BRIDGE)

    Ngoku lixesha lo-Kuba asebenze​—

    Akanalo nethemba.

    Udibana na​—

    Bahlobo bakhe,

    Ngoko akanaxhala.

  2. 2. Uyanyuka

    Ngamaphiko

    Njengentak’ ibhabha.

    Unomsebenzi​—

    Amele awenze​—

    Ngoko uvel’ athandaze.

    Udinwe nokudinwa​—

    Kodwa uyanyamezela

    Le ngoma impha

    Amandla, imnceda kakhulu:

    (CHORUS)

    ‘Nzakuqinisa.

    Ungoyiki.

    Nzakuba nawe.

    Ndikuncede.’

    Yiba nesibindi.

    Le yingoma yakhe.

    “Ewe woba nawe,

    Akukhathalele.”

    “Ewe woba nawe,

    Akukhathalele.”