Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade!​—Incoko Efundisa NgeBhayibhile

Le ncwadi inokukunceda uqalise ukuba nesifundo seBhayibhile mahala kunye neNgqina LikaYehova.

Siyaxolisa, akukho magama angqamana nokhetho lwakho.

Mhlawumbi Ungayithanda Nale

IMIBUZO ABANTU ABAQHELE UKUYIBUZA

Kuthetha Ukuthini Ukufundelwa IBhayibhile NgamaNgqina KaYehova?

Xa ufundelwa liNgqina likaYehova ungasebenzisa neyiphi na inguqulelo yeBhayibhile. Ungayimema yonke intsapho yakho kunye nabahlobo.