Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UVUKANI! No. 2 2021 | Iteknoloji—Ngaba Uyayilawula Okanye Iyakulawula?

Ngaba iteknoloji uyayilawula okanye iyakulawula? Abanye basenokuthi, izixhobo zabo ze-elektroniki azibalawuli, kodwa ngabo abalawula zona. Iteknoloji inokubangela iingxaki abangaziqapheliyo abantu.

ITeknoloji Ingayingxaki Njani Kubuhlobo Bakho Nabanye?

Iteknoloji ingakunceda ukuba uncokole nabahlobo bakho uze usondele kubo nangakumbi.

ITeknoloji Ingayingxaki Njani Ebantwaneni Bakho?

Kulula ngabantwana ukuba basebenzise iteknoloji, nangona kunjalo kufuneka bajongwe.

ITeknoloji Ingayingxaki Njani Emtshatweni Wakho?

Xa isetyenziswa kakuhle, inganceda indoda nomfazi wayo ithandane ngakumbi.

ITeknoloji Ingayingxaki Njani Kwindlela Ocinga Ngayo?

Ibangela ingxaki kwindlela ofunda ngayo, indlela onikela ngayo ingqalelo, nendlela okujonga ngayo ukuba wedwa. Amacebiso amathathu angakunceda uphucule indlela ocinga ngayo.

Funda Okungakumbi Ku-JW.ORG/XH

Ungathanda ukufunda owuphi umxholo?

Izinto Ezifumaneka Kule Ncwadana

Cinga ngeendlela ezingaqondakaliyo iteknoloji enokuba yingxaki ngayo ubuhlobo bakho nabanye, intsapho yakho, nendlela ocinga ngayo.