UVUKANI! Disemba 2014 | Oko Ufanele Ukwazi Ngokuphazamiseka Kwengqondo

Izigulo zengqondo ziyakwazi ukuphazamisa impilo, nangona kunjalo, abantu abanesigulo sengqondo abalufuni unyango. Kutheni kunjalo nje?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Oko Ufanele Ukwazi Ngokuphazamiseka Kwengqondo

Izinto ezisithoba ezinokukunceda umelane ngokunempumelelo nokuphazamiseka kwengqondo.

Okwenzeka Ehlabathini

Oko kuthethwa ngako: esona silwanyana siphile ixesha elide, ulwandle olutshayo nelona xesha abantu abahlaselwa ngalo yintliziyo.

UKUNCEDA INTSAPHO

Indlela Yokuyekelela

Amacebiso amane anokunceda wena neqabane lakho nikhuphephe ukuxambulisana nize nilungise iingxaki kunye.

Amehlo Amakhulu—Kumzimba Omncinane!

Imehlo ngalinye lesi silwanyana likhulu kunobuchopho baso.

UDLIWANO-NDLEBE

Unjingalwazi Wezimali Uchaza Ukholo Lwakhe

UNjingalwazi uStephen Taylor uthi ukufunda iBhayibhile lolona tyalo mali lubalulekileyo awakhe walwenza

IMBONO YEBHAYIBHILE

Umhlaba

Ngaba umhlaba uza kutshatyalaliswa?

Isalathiso Semibandela EkooVukani! Baka-2014

Isalathiso samanqaku aye aphuma kuVukani! ngo-2014 ngokwemibandela.