UVUKANI!

Iziqulatho

IsiXhosa
Iziqulatho
/assets/ct/28ada02fb0/images/syn_placeholder_sqr.png
g00 7/8 iphe. 1-2
Iziqulatho

Iziqulatho

July 8, 2000

Ngaba Ubomi Buphelelwa Lixabiso?

Kwiminyaka yakutshanje kubonakala ngathi “isithethe sokubulala” sixhaphakile kubantu abaselula. Sibangelwa yintoni? Ngaba sikho isicombululo?

3 Ngaba Ubomi Buphelelwa Lixabiso?

5 Sikhuthazwa Njani “Isithethe Sokubulala”?

8 Ukunceda Ulutsha Luphephe “Isithethe Sokubulala”

11 Iingcamango Ezenzakalisayo Ziyingozi Ngokwenene

12 Ukusetyenziswa Kwenkcazelo

17 Musa Ukuba Lixhoba Leengcamango Ezenzakalisayo!

20 Ukusela Iiasprini Imihla Ngemihla—Ngaba Kufanelekile?

22 Imbono YeBhayibhile

Ngubani Ongumlungiseleli?

26 Abantu Abaselula Bayabuza . . .

Ngaba Ndifanele Ndihlale Kwilizwe Lasemzini?

32 “Ndithand’ Indlela Azibeka Ngayo Izinto””

Iingozi Zokuhamba Ucela Ukukhweliswa Zizithuthi Ezidlulayo 24

Kwabo bahamba becela ukukhweliswa zizithuthi ezidlulayo, ziziphi izinto abafanele bazilumkele ukuze baphephe ukuba ngamaxhoba?

Ncuma—Kuya Kukunceda Oko! 29

Ngaba ukuncuma kunento okuyenzayo kubomi bakho bemihla ngemihla?

[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 2]

AP Photo/Laura Rauch