Yiya kwinkcazelo

Okuthethwa Ngoontanga Bakho

Funda ividiyo yolutsha olusehlabathini jikelele oluthetha ngeengxaki olujamelene nazo ebomini nendlela olumelana ngayo nazo.

 

Ndingancokola Njani Nabazali Bam?

Kungakunceda kakhulu kunokuba ucinga.

Oko Kuthethawa Ngoontanga Bakho Ngeeselfowuni

Ulutsha oluninzi luyithand’ ukufa iselfowuni. Ziziphi izinto eluncedo neziyingozi ngayo?

Bathini Oontanga Bakho Ngokuzibekela Amangomso Izinto

Funda ukuba olunye ulutsha luthi ziziphi iingxaki ezibangelwa kukuzilazila, kunye neengenelo zokulisebenzisa kakuhle ixesha.

Ulutsha Luthetha Ngemali

Fumana amacebiso endlela yokugcina imali, ngendlela yokuyisebenzisa nokuba imali ibe kwindawo yayo.

Umntu Endinguye

Ukwazi impendulo kungakunceda xa unengxaki.

Oko Kuthethwa Lulutsha Ngenkangeleko Yalo

Kutheni kunzima ngolutsha ukuba lube nembono efanelekileyo ngendlela olukhangeleka ngayo? Yintoni enokunceda?

Oko Kuthethwa Ngoontanga Bakho Ngezimbo Ezibonisa Ukuba Umntu Ufuna Ukulala Nawe

Funda ngoko bakuthethayo abantu abahlanu abasebatsha ngezi zimbo, nento omele uyenze ukuba ulixhoba lazo.

Oko Kuthethwa Lulutsha Ngokuhlala Usempilweni

Ngaba ukufumanisa kunzima ukutya ngokusempilweni nokujima? Kule vidiyo, ulutsha lubaliselana ngezinto oluzenzayo ukuze luhlale lusempilweni.

Ulutsha Luthetha Ngokukholelwa KuThixo

Kule vidiyo yemizuzu emithathu, ulutsha olukwishumi elivisayo luchaza into elwenza luqiniseke ukuba ukho uMdali.

Ngaba Ndifanele Ndikholelwe KuThixo?

Khawujonge abantu ababini abasebatsha ababenezinto abangaziqondiyo nabaqinisa ukholo lwabo.

Ingandinceda Njani IBhayibhile?

Impendulo ingakunceda wonwabe.

Ulutsha Luthetha Ngokufunda IBhayibhile

Ngamanye amaxesha kunzima ukufunda, kodwa ukufunda iBhayibhile kuwufanele umgudu. Abantu abatsha abane bachaza indlela abancedakala ngayo ngokufunda iBhayibhile.

UCameron Uphila Obona Bomi Bumnandi

Ngaba ufuna ukuphila ubomi obanelisayo? Phulaphula njengoko uCameron esibalisela indlela awalufumana ngayo ulwaneliseko kwindawo ebengakhange ayilindele.