Okuthethwa Ngoontanga Bakho
Ukuba Sempilweni
Ulutsha lubalisa indlela oluhlala ngayo lusempilweni. Funda ukuba wena ungayenza njani loo nto!
Mhlawumbi Ungayithanda Nale
ULUTSHA LUYABUZA
Ndinokwenza Njani Ukuze Umzimba Wam Wehle?
Ukuba ufuna ukwehla, sukucinga ngedayethi kodwa cinga ngendlela oza kutya noza kuphila ngayo ubomi bakho bonke.
ULUTSHA LUYABUZA
Ndingakwazi Ukutya Ngendlela Esempilweni?
Ulutsha olungekho sempilweni ludla ngokhula lube ngabantu abadala abangekho sempilweni, ngoko zimisele ukutya ngendlela esempilweni.
ULUTSHA LUYABUZA
Yintoni Enokundinceda Ndikuthande Ukujima?
Ngaphandle kokuyenza ngcono impilo yakho, ngaba zikhona ezinye izinto ukujima okungakunceda kuzo?
ULUTSHA LUYABUZA
Kuthekani Ukuba Ndiyagula?—Inxalenye 1
Abaselula abane bachaza izinto ezibancedayo ukuze bahlangabezane nezigulo zabo baze bahlale benethemba.
OOPOPAYI
Sukuvumela Ubomi Bakho Bumoshwe Kukutshaya
Abantu abaninzi bayatshaya, abanye bayekile, abanye bona basazama ukuyeka. Kutheni? Ngaba ukutshaya kurongo?
ULUTSHA LUYABUZA
Yintoni Endimele Ndiyazi Ngotywala?
Funda ngendlela onokukuphepha ngayo ukwaphula umthetho, ukungcolisa igama lakho, ukudlwengulwa, ukuba likhoboka nokufa.
OKUTHETHWA NGOONTANGA BAKHO

