EZISEMATHENI

EUkraine

IsiXhosa
EUkraine
/assets/ct/fa815d8e9f/images/syn_placeholder_sqr.png

EUkraine

 

2022-01-17

EUKRAINE

IRiphabliki YaseDonetsk Iwuvalile Umsebenzi WamaNgqina KaYehova

Ukuvalwa komsebenzi wethu ibe yinto yokugqibela emva kokucinezelwa kwamaNgqina kaYehova empuma Ukraine.

2018-01-29

EUKRAINE

Awavunyelwa AmaNgqina Ukukhonza Ngokukhululekileyo Kwiindawo EzikwiMpuma YeUkraine

AmaNgqina aphathwa kakubi ibe awakhonzi ngokukhululekileyo eLuhansk naseDonetsk.

2017-08-11

EUKRAINE

Bekukho Amagosa Xa Bekubukwa Iofisi Yesebe YamaNgqina KaYehova EUkraine

NgoMeyi 2, 2017 bekuqalwa ukulungiselelwa abantu ukuba beze kubuka iofisi yethu yesebe eseUkraine ukususela ngo-2001.

2017-04-10

EUKRAINE

Inkundla Ephakamileyo YaseUkraine Ixhasa Ukukhonza Kwabantu Ngokukhululekileyo

Ngoku amaNgqina KaYehova aseUkraine ayakwazi ukudibana kwizakhiwo ezirentiweyo ngaphandle kokuphazanyiswa.

2016-03-25

EUKRAINE

Inkundla Ephakamileyo YaseUkraine Ikhusela Ilungelo Lokungavumi Ukuya Emkhosini Ngenxa Yesazela Xa Kuqokelelwa Abantu Bokulwa

Iinkundla zaseUkraine ziye zavuma ukuba ukwala ukuya emkhosini ngenxa yokungavunyelwa sisazela lilungelo elisisiseko labantu elifanele likhuselwe.

2015-07-22

EUKRAINE

Ayahlaselwa Ngenxa Yeenkolelo Zawo KwiMpuma YeUkraine

Amaqela axhobileyo aye abamba aza angcungcuthekisa amaNgqina kaYehova ayi-26 kuba engazange azithobele iinkolelo zamaOthodoki nangenxa yokuba engathath’ icala kwezopolitiko. AmaNgqina awazange anikezele.

2015-12-22

EUKRAINE

AmaNgqina KaYehova Asasaza Intlanganiso Ekhethekileyo Kummandla Wemfazwe EUkraine

AmaNgqina kaYehova eUkraine aba nentlanganiso ekhethekileyo ngoFebruwari 14, 2015, eyayilungiselelwe ukunceda ngokomoya amaNgqina angaphezu kwe-17 000 ahlala kummandla wemfazwe.

2016-01-06

EUKRAINE

Iinkundla ZaseUkraine Ziyalihlonela Ilungelo Lokungayi Emkhosini Ngenxa Yesazela Ngexesha Lokufunwa Kwabantu Abaza Kuya Emkhosini

Iinkundla zaseUkraine zathi ilungelo lokungavunyelwa sisazela alinakungahoywa ngenxa yokuxhalabela ukhuseleko lwelizwe.

2015-03-24

EUKRAINE

Izakhiwo Zonqulo Ezithinjiweyo EUkraine

Amadoda axhobileyo athimba iiHolo zoBukumkani kwimimandla yaseDonetsk naseLuhansk. Ngaba le yinto ezenzekeleyo okanye yinkcaso?

2015-01-09

EUKRAINE

Inkcazelo Eyongezelelekileyo: AmaNgqina KaYehova Anceda Abantu Abaninzi EUkraine

Iofisi yesebe yamaNgqina kaYehova eseUkraine iqhubeka ilungiselela kwaye isasaza izinto zokunceda amaNgqina amaninzi athwaxwa yimfazwe kwimpuma yeUkraine.