IMBONISELO

Iphepha 32

IsiXhosa
Iphepha 32
/assets/ct/fa815d8e9f/images/syn_placeholder_sqr.png
w09 8/1 iphe. 32
Iphepha 32

Iphepha 32

◼ Ngaba zonke iinkonzo zinqula uThixo omnye? Funda iphepha 3.

◼ Ithini iBhayibhile ngokuqhawula umtshato? Funda iphepha 5.

◼ Ngaba iinkonzo zifanele zingene kwipolitiki? Funda iphepha 7-8.

◼ Abantu abatshatileyo banokuncedwa yintoni ukuze bangaxabani ngemali? Funda iphepha 11-12.

◼ Ngaba bonke abantu abalungileyo baya ezulwini? Funda iphepha 22-23.

◼ AmaNgqina kaYehova ayifumana phi imali yokwenza umsebenzi wawo wokushumayela emhlabeni wonke? Funda iphepha 30.