IMBONISELO—EFUNDWAYO Oktobha 2015

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ukusuka ngoNovemba 30-Disemba 27, 2015.

Uyasibona Na Isandla SikaThixo Ebomini Bakho?

Ibhekisela entwenini iBhayibhile xa ithetha ‘ngesandla’ sikaThixo?

“Sinike Ukholo Olungakumbi”

Ngaba ukholo lungakhiwa ngumnqweno kuphela?

Khonza UYehova Ngaphandle Kweziphazamiso

Kwiminyaka ephantse ibe yi-60 eyadlulayo, iMboniselo yathetha amazwi aye azaliseka ngendlela emangalisayo.

Hlala Ucamngca Ngezinto Zokomoya

Ngaba ungaqhubeka wondlekile ngokomoya ukuba uphulukana neBhayibhile?

“Hlalani Nibaphatha Ngembeko Abantu Abanjalo”

Ngoobani abazalwana abancedisayo kwiikomiti zeQumrhu Elilawulayo? Benza ntoni?

IBALI LOBOMI

Kuye Kwandilungela Ukusondela KuThixo

Xa wayeneminyaka esithoba, uSarah Maiga wayeka ukukhula emzimbeni kodwa hayi ngokomoya.

“Ongenamava Ukholwa Ngamazwi Onke”

Singawabona njani amabali obuxoki neentsomi kwi-intanethi?