Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UVUKANI! No. 5 2017 | Xa Kusehla Intlekele​—Ziintoni Onokuzenza Ukuze Usinde?

Kutheni kubalulekile ukuzilungiselela ngaphambi kokuba kufike intlekele?

IBhayibhile ithi: “Onobuqili uyayibona intlekele azifihle; ke abangenamava badlula kuyo bafumane isohlwayo.”​—IMizekeliso 27:12.

Le magazini isichazela ngento esimele siyenze xa ingekenzeki intlekele, xa isenzeka nasemva kokuba yenzekile.

 

INQAKU ELINGUMXHOLO

Xa Kusehla Intlekele​—Ziintoni Onokuzenza Ukuze Usinde?

Ezi ndlela zinokukusindisa wena nabanye.

Indlela Esinokuwonga Ngayo Umbane

Funda ngezi zinto zintathu onokuwusebenzisa ngobulumko umbane kuzo​​—⁠ekhaya, kwisithuthi nakwizinto oqhele ukuzenza.

IMBONO YEBHAYIBHILE

Iimfazwe

AmaSirayeli akudala ayesilwa iimfazwe egameni loThixo wawo uYehova. Ngaba uThixo uthath’ icala kwiimfazwe zanamhlanje?

UKUNCEDA INTSAPHO

Ukuzonwabisa Ngeendlela Eziyingozi

Ulutsha oluninzi lonwatyiswa kukuzazi ukuba ziintoni olukwaziyo ukuzenza, ezinye zibek’ ubomi balo engozini. Ngaba nawe unjalo?

AMAZWE NABANTU

Ukutyelela EKazakhstan

Abantu baseKazakhstan babekuthanda ukufuduka baze bahlale kwiiyurts. Indlela abaphila ngayo ngoku ifana njani naleyo yakudala?

NGABA YADALWA?

Indlela Abamile Ngayo Oonokrwece

Indlela abamile ngayo oonokrwece izikhusela njani izinto ezingaphakathi kubo.

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Kutheni AmaNgqina KaYehova Engayi Emfazweni?

Ehlabathini lonke amaNgqina kaYehova aziwa ngokungafuni ukungenelela iimfazwe. Khawufunde ukuba kutheni sisaziwa ngolu hlobo.

Xa Kukho Intlekele, Uthando Lusiqhubela Esenzweni

Kumazwe amaninzi, amaNgqina kaYehova anikela uncedo olufunekayo.