IMBONISELO No. 4 2016 | IBhayibhile—Ibali Lokusinda Kwayo

Ukutyhubela iinkulungwane, izisongelo zokutshatyalaliswa kweBhayibhile okanye komyalezo wayo azizange ziphumelele. Kutheni kubalulekile nje ukusinda kwayo?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ibali Elibalulekileyo

Ayikho enye incwadi eye yanefuthe kwiinkolelo zabaninzi kangangexesha elide njengayo. Kodwa ngaba iBhayibhile inokuthenjwa?

INQAKU ELINGUMXHOLO

IBhayibhile Yasinda Ekonakaleni

Ababhali nabakhupheli beBhayibhile babesebenzisa isikhumba nompapiri xa bebhala umyalezo weBhayibhile. Loo mibhalo yokuqala iye yasinda njani de kwangoku?

INQAKU ELINGUMXHOLO

IBhayibhile Yasinda Kwinkcaso

Abezopolitiko bekunye neenkokeli ezininzi zeecawa baye bazama ukungavumeli abantu ukuba babe neBhayibhile, bayenze okanye bayiguqulele. Batsho phantsi kwaqhum’ uthuli.

INQAKU ELINGUMXHOLO

IBhayibhile Yasinda Kwimizamo Yokutshintsha Oko Kubhalwe Kuyo

Abanye abantu abanganyanisekanga baye bazama ukuwutshintsha umyalezo weBhayibhile. Ezo nzame zabo ziye zabhaqwa zaza zayekiswa njani?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Isizathu Sokusinda KweBhayibhile

Yintoni ebangela ukuba le ncwadi ikhetheke kangaka?

Ngaba Ubusazi?

Yintoni eyayingaqhelekanga kwindlela uYesu awayebaphatha ngayo abantu abaneqhenqa? Iinkokeli zonqulo zaziluvumela xa kutheni uqhawulo-mtshato?

Ngaba Ihlabathi Elingenagonyamelo Liya Kuze Libekho?

Abantu baye bancedwa bayeka ukuba nogonyamelo. Into eyabancedayo inokubanceda nabanye.

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

Ndawa izihlandlo ezininzi ngaphambi kokuba ndiphumelele

Enye indoda yakwazi njani ukuyeka ukuba likhoboka lokubukela iphonografi yaza yafumana uxolo?

Eyona Ndlela Ifanelekileyo Yokuthelekisa Onokuze Uyenze

Iicawa ezininzi zamaKristu zahlukaniswe ziimfundiso neembono ezingqubanayo. Ngoko unokwazi njani ukuba yiyiphi echanileyo?

Ithini IBhayibhile?

Ngaba uThixo usebenzisa imibutho yenkolo ukuze atsalele abantu kuye?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba IBhayibhile Ineengcinga ZikaThixo?

Ababhali beBhayibhile abaninzi bathi babhala izinto abazixelelwa nguThixo. Kwakutheni?