IMBONISELO—EFUNDWAYO Agasti 2016
Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoSeptemba 26 ukuya kuOktobha 23, 2016.
IBALI LOBOMI
Indlela Okwandonwabisa Ngayo Ukupha
Umfana oliNgesi waqalisa ukuphila ubomi obamonwabisayo, ngokuba ngumthunya wevangeli ePuerto Rico.
Umtshato—Imvelaphi Nenjongo Yawo
Ngaba kuchanile ukuthi umtshato sisipho esivela kuThixo?
Ukwenza Umtshato WamaKristu Uphumelele
Fumana icebiso elinokukunceda.
Funa Into Exabiseke Ngakumbi Kunegolide
Funda ngeendlela ezintathu umfundi weBhayibhile onenyameko, afana ngazo nabantu abakhangela igolide.
Ngaba Uyayibona Imfuneko Yokwenza Inkqubela?
Funda ukuba unokwenza ntoni ukuze uphumelele.
Ngaba Uyayibona Imfuneko Yokuqeqesha Abanye?
Ziintoni ezibalulekileyo onokubanceda bazifune?
Imibuzo Evela Kubafundi
Kwakutheni ukuze iintshaba zikaYesu zibe nengxaki ngomba wokuhlanjwa kwezandla?
SIPHAKULA KOOVIMBA BETHU
“Ndivuna Iziqhamo Ezidumisa UYehova”
Nangona aBafundi BeBhayibhile babengayiqondi ncam into yokungathathi cala kwezopolitiko ngexesha leMfazwe Yehlabathi Yokuqala, ukukhuthala kwabo kwaba nemiphumo emihle.

