UVUKANI! Juni 2013 | Ngaba Sithenga Kakhulu?

kula manqaku uza kufunda ngendlela ukuthenga kakhulu okukuchana ngayo kunye nendlela yokuwuyeka lo mkhwa.

Okwenzeka Ehlabathini

Izinto ekuthethwa ngazo: ingozi yedizili kunye namachiza omgunyathi asasazwa eAfrika naseAsia.

UKUNCEDA INTSAPHO

Indlela Yokuyeka Ukuqumbelana

Yenzeka njani into yokuba ezinye izibini zide zingathethisani?

IMBONO YEBHAYIBHILE

USathana

Ngaba uSathana ngumntu wokwene okanye yingcinga nje embi?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Kutheni Sithenga?

Kutheni abantu abaninzi bethenga izinto abangazidingiyo? Ungazikhusela njani ukuze ungabi lixhoba lezentengiso

INQAKU ELINGUMXHOLO

Indlela Yokuphepha Ukusafaza Imali

Funda ngamacebiso amathandathu anokukuneda ukuze ungayisafazi imali.

AMAZWE NABANTU

Ukutyelela EPanama

Eli lizwe lidume kakhulu ngePanama Canal. Funda okungakumbi ngalo kunye nangabantu abahlala kulo.

IIFOTO ZAKUDALA

Isifungo Senkohlakalo Egameni LikaThixo?

Abantu baseSpain baye benza isisongelo senkohlakalo sokubulala abantu baze bathi bathunywa nguThixo. Ngaba nyhani simele simbeke ityala?

NGABA YADALWA?

Iphiko Lomnenga Onelunda

Funda ngendlela lo mnenga owenziwe ngayo noko sikufundayo kumzimba wawo ukuze siphucule obethu ubomi.

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba Ndisoloko Ndicinga Ngendlela Endikhangeleka Ngayo?

Ukuba unengxaki nomzimba wakho, ungayilungisa njani?

Umfazi KaLote Waba Yintsika Yetyuwa

Funda Le ngxelo yeBhayibhile uze ugqibezele umfanekiso. Ufunda ntoni kumfazi kaLote?