IMboniselo noVukani!

Iimagazini zethu ezisekelwe eBhayibhileni ziyafumaneka kwi-intanethi ngeelwimi ezingaphezu kwe-150. IMboniselo ibonisa intsingiselo yeziganeko ezenzeka ehlabathini nendlela ezizaliseka ngayo iziprofeto zeBhayibhile. Ithuthuzela abantu ngeendaba ezilungileyo ezingoBukumkani bukaThixo ize isincede sibe nokholo kuYesu Kristu. UVukani! usinceda sibone indlela yokumelana neengxaki zanamhlanje aze asincede sithembele kwizithembiso zoMdali zokuzisa umhlaba ekukho kuwo uxolo nonqabiseko.

Khetha ulwimi olufunayo kule bhokisi ingezantsi, emva koko ucofe uKhangela ukuze ubone iimagazini ezikhoyo ngolo lwimi.

 

IMBONISELO—EFUNDWAYO

Februwari 2026

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoAprili 6–Meyi 3, 2026.

UVUKANI!

Uyayazi Into Enokukunceda Xa Unestres?

Baninzi abantu abanestres. Kodwa zininzi izinto ezinokukunceda xa unaso.

BUKA

UVUKANI!

UVUKANI!

UVUKANI!

UVUKANI!

UVUKANI!

IMBONISELO

IMBONISELO

IMBONISELO

IMBONISELO

IMBONISELO

IMBONISELO—EFUNDWAYO

IMBONISELO—EFUNDWAYO

IMBONISELO—EFUNDWAYO

IMBONISELO—EFUNDWAYO

IMBONISELO—EFUNDWAYO

IMBONISELO—EFUNDWAYO

IMBONISELO—EFUNDWAYO

IMBONISELO—EFUNDWAYO

IMBONISELO—EFUNDWAYO