IZINTO EZENZIWA XA KUFUNDWA Umoya Oyingcwele Uvelisa Isiqhamo DLALA Funda ngeempawu ezisithoba eziyinxalenye yesiqhamo somoya kaThixo. Dawunlowuda Mhlawumbi Ungayithanda Nale IZINTO EZINOKWENZIWA NGABANTWANA XA KUFUNDWA Ngubani Oza Kumkhuthaza? Lo mdlalo unceda abantwana abaphakathi kweminyaka eyi-8 neyi-12 bacebe indlela abanokumkhuthaza ngayo omnye umntu. IZINTO EZINOKWENZIWA NGABANTWANA XA KUFUNDWA Cula Ingoma Ethetha Ngokuba Nesibindi Funda ingoma ethetha ngokuba nesibindi uze uyicule nentsapho yakowenu. IZINTO EZINOKWENZIWA NGABANTWANA XA KUFUNDWA Bomelezwa Ngabazalwana Noodade Wabo Bonisa abantwana bakho indlela abanokubanceda ngayo abanye nendlela abahlobo babo abanokubanceda ngayo. Yithumele Yithumele Umoya Oyingcwele Uvelisa Isiqhamo IZINTO EZINOKWENZIWA NGABANTWANA XA KUFUNDWA Umoya Oyingcwele Uvelisa Isiqhamo IsiXhosa Umoya Oyingcwele Uvelisa Isiqhamo https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/502016111/univ/art/502016111_univ_sqr_xl.jpg