KwaSirayeli
-
AmaNgqina kaYehova—2 104
-
Amabandla—34
-
Abantu ababeye Kwisikhumbuzo Sokufa KukaYesu Kristu—3 451
-
Umvakalisi omnye kubemi—1 kwabayi-4 859
-
Inani labemi—10 106 000
Umboniso OseTel Aviv Ubonisa Indlela Awayephethwe Ngayo AmaNgqina KaYehova Xa Kwakulawula AmaNazi
Umboniso owawuseHatachana wawenzelwe ukuba abantu babone indlela amaNgqina KaYehova atshutshiswa ngayo xa kwakulawula amaNazi.
Inkundla YakwaSirayeli Ixhasa Ilungelo LamaNgqina Lokuhlanganisana Ngoxolo
Abasemagunyeni kwaSirayeli balwa nokungamkeli ezinye iinqulo nomkhethe, ngokuthethelela ilungelo lamaNgqina kaYehova lokuhlanganisana ukuze anqule ngoxolo.

