EZISEMATHENI

EKyrgyzstan

IsiXhosa
EKyrgyzstan
/assets/ct/b4d7e1101e/images/syn_placeholder_sqr.png

EKyrgyzstan

 

  • AmaNgqina kaYehova​—5 242

  • Amabandla​—71

  • Abantu ababeye kwiSikhumbuzo Sokufa KukaYesu Kristu​—9 569

  • Umvakalisi omnye kubemi​—1 kwabayi-1 403

  • Inani labemi​—7 282 000

2017-03-17

EKYRGYZSTAN

Ngaba Kuza Kwenziwa Ubulungisa Kumaxhoba Enkohlakalo Yamapolisa EOsh?

AmaNgqina KaYehova abongoza iofisi Yomtshutshisi Oyintloko ukuba yenze isigqibo esicacileyo ize ibagwebe abo bebewaphethe ngenkohlakalo amaNgqina.

2025-03-13

EKYRGYZSTAN

Inkundla YaseKyrgyzstan Iye Yasixhasa Isigqibo Sokuba Amabhinqa Amabini Ebebanjwe Ngezityholo Zobuxoki Awanatyala

Inkundla yesibheno yaqinisekisa ukuba uOksana noNadezhda babengenatyala ibe yayalela ukuba bakhululwe ngoko nangoko ekuvalelweni endlini.

2015-03-17

EKYRGYZSTAN

Inkululeko Yonqulo Kwilizwe Elahluleleneyo LaseKyrgyzstan

NgoDisemba 24, 2014, iNkundla Ephakamileyo yaxhasa amalungelo abantu, kuquka amaNgqina KaYehova, okuba babelane nabamelwane ngenkolelo zabo. Ngaba amaNgqina akumzantsi weKyrgyzstan aza kunqula ngokukhululekileyo?

2015-02-02

EKYRGYZSTAN

INkundla Ephakamileyo YaseKyrgyzstan Ithethelela AmaNgqina KaYehova

NgoSeptemba 4, 2014, iKyrgyzstan iwise isigwebo esithethelela umsebenzi owenziwa ngamaNgqina kaYehova kuloo mmandla.

2015-02-20

EKYRGYZSTAN

Inkundla YaseKyrgyzstan Iwisa Isigwebo Esivuyisa AmaNgqina

Isigwebo sokuba kwenziwe utshintsho kumthetho wango-2009 siza kuvumela amaNgqina kaYehova enze imisebenzi engekho phantsi komkhosi.