EKazakhstan
AmaNgqina KaYehova EKazakhstan
-
17 343—AmaNgqina KaYehova
-
217—Amabandla
-
28 893—Abebezile kwiSikhumbuzo sokufa kukaKristu
-
1 to 1 185—Umlinganiselo wamaNgqina KaYehova kubemi
-
20 388 000—Amabandla
IKazakhstan Ifunyaniswe Inetyala Lokuvalela uTeymur Akhmedov Ngokungekho Semthethweni
Iqela leZizwe Ezimanyeneyo elijongene nokuvalelwa kwabantu ngokungekho semthethweni lifumanise iKazakhstan inetyala lokuvalela nokutshutshisa uMnumzan’ uAkhmedov kuba eshumayela ebantwini.
IZiko LamaNgqina KaYehova Livaliwe EKazakhstan
Inkundla yaseAlmaty, eKazakhstan, ivale iZiko LamaNgqina KaYehova eliseKazakhstan yaza yathi makungasetyenzwa kweli Ziko iinyanga ezintathu.
IKazakhstan Ivalela INgqina LikaYehova Eligulayo Ibe Alivunyelwa Ukuba Likhonze
UTeymur Akhmedov, umyeni notata woonyana abathathu ugwetywa iminyaka emihlanu entolongweni kuba efundisa abantu iBhayibhile.
IKazakhstan Inyhasha Inkululeko Yokukhonza Ibe Ibamba UTeymur Akhmedov
Inkundla yaseAstana igweba uMnumzan’ uAkhmedov iminyaka emihlanu entolongweni ibe iKazakhstan isaqhubeka nokungabavumeli abantu ukuba bakhonze ngokukhululekileyo.
Kukhululwe IBhayibhile Entsha Eguqulelwe NgesiKazakh Kwindibano Nakwiofisi Yesebe
Kukhululwe iNguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele yesiKazakh, kwindibano yamaNgqina KaYehova eAlmaty, eKazakhstan.

