Yiya kwinkcazelo

AGASTI 15, 2012
EJAPAN

Inyikima EJapan—Ukunceda Abantu Kwanasemva Konyaka

Inyikima EJapan—Ukunceda Abantu Kwanasemva Konyaka

AmaNgqina kaYehova asaqhubeka enceda abantu baseJapan abasinda kwinyikima kwanasemva konyaka yenzekile le ntlekele.