Izinto Ezibalulekileyo Ezenzeke EJamani
NGOJANUWARI 27, 2017—AmaNgqina kaYehova abhaliswa njengenkonzo evumelekileyo ukwenza izinto ezininzi ngokusemthethweni, njengokukwakha iindawo zokukhonzela nezinye iingenelo. Le yeyona mvume iphezulu ngokusemthethweni enikwa iinkonzo eJamani

