EFransi
-
AmaNgqina kaYehova—140 797
-
Amabandla—1 445
-
Abantu ababeye kwiSikhumbuzo Sokufa KukaYesu Kristu—228 785
-
Umvakalisi Omnye Kubemi—1 kwabayi-492
-
Inani Labemi—68 668 000
INkundla Ephakamileyo EFransi Iphelisa Umkhethe
Amabanjwa aseFransi acele ukutyelelwa ngamaNgqina likaYehova anamalungelo onqulo afanayo nawamanye amabanjwa.
Ividiyo: IFransi Ibuyisela Imali YamaNgqina KaYehova Ebiyitsala Ngokungekho Mthethweni
Ummeli wamaNgqina kaYehova ucacisa isizathu sokuba urhulumente waseFransi abuyisele amaNgqina kaYehova imali engaphezu kwezigidi ezingamashumi asibhozo.
IFrance Ibuyisela Imali YamaNgqina KaYehova Ebiyitsala Ngokungekho Mthethweni
Emva kweminyaka eyi-15 kuhanjwa iinkundla zamatyala, ngoDisemba 11, 2012, urhulumente waseFrance uye wabuyisela amaNgqina kaYehova imali engange R70 113 860 41.

