EZISEMATHENI

Bulgaria

IsiXhosa
Bulgaria
/assets/ct/fa815d8e9f/images/syn_placeholder_sqr.png

Bulgaria

  • AmaNgqina kaYehova​—3 040

  • Amabandla​—58

  • Abantu ababeye kwiSikhumbuzo Sokufa KukaYesu​—6 371

  • Umvakalisi omnye kubemi​—1 kwabayi-2 152

  • Inani labemi​—6 437 000

2017-03-17

Bulgaria

Ngaba Iinkundla ZaseBulgaria Ziza Kuyixhasa Inkululeko Yokunqula?

AmaNgqina KaYehova aseBulgaria athatha amanyathelo ukuze aphikise imithetho eyi-44 engawahloniphiyo amalungelo akumgaqo siseko avumela ukunqula ngokukhululekileyo.

2016-07-22

Bulgaria

IKomishoni YaseBulgaria Ikhupha Isohlwayo Kuba Becalulwa Ngenxa Yonqulo

I-SKAT TV yaseBulgaria noonondaba bayo ababini baye bayalelwa ukuba bahlawule ngaphezu kokuqhelekileyo ngenxa yamajelo eendaba akhuthaza ugonyamelo nokuthiya amaNgqina kaYehova.