Ukuthorisha EBheteli
Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.
ESlovakia
Pekna cesta 17
831 52 BRATISLAVA 34
SLOVAK REPUBLIC
+421 2-49107611
Ukukhenketha EBheteli
NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu
Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-10:30 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-3:30 p.m.
Kuthabatha iyure nemizuzu engama-30
Ezona zinto ziboniswayo
Kwalathiswa umsebenzi wamaNgqina kaYehova aseCzech Republic naseSlovakia angaphezu kwama-26 500 kwaye kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngesiSlovak nangeNtetho Yezandla yaseSlovakia. Kuthunyelwa kumabandla aseOstriya, eCzech Republic, eSlovakia, naseSlovenia.

