Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

ENigeria

Km 51, Benin-Auchi Road

IGIEDUMA 301110

EDO STATE

NIGERIA

+234 7080-662-020

+234 8039-003-790

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m., nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iiyure ezi-2

Ezona zinto ziboniswayo

Nyaka ngamnye kuprintwa iikopi zeMboniselo noVukani! ezizizigidi ezingama-41 ngeelwimi ezisithoba. Kuthunyelwa iimpapasho eNigeria nakwamanye amazwe amahlanu aseNtshona Afrika.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha eBheteli.